Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eMapleview

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Igumbi lakho lokulala e-EAustin
* I-Mid-Century BR enokuthula kufutshane neMuseum Spam & MCHS *
19 Aga – 16 Sep
Yi$1 008 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-EAustin
Cozy three bedroom home near Turtle Creek
18 Nov – 16 Dis
Yi$2 434 ngenyanga
ISuperhost
Igumbi lakho lokulala e-EAustin
I-Sunny BR w/ Vintage Vibes-hamba ukuya kwiMyuziyam ye-Spam
13 Feb – 12 Mat
Yi$1 242 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-EAustin
SPAM it up in this cozy retreat!
21 Mey – 18 Jun
Yi$2 747 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo

Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.