Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eMarietta

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
I-loft e-Marietta
Iloft esandul 'ukulungiswa kwiDowntown Marietta
19 Jan – 16 Feb
Yi$2 233 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Marietta
Umgwaqo 's Haven
4 Feb – 3 Mat
Yi$1 085 ngenyanga
ISuperhost
I-loft e-Marietta
Iflethi okanye indlu ekwicomplex esesit
28 Epr – 26 Mey
Yi$2 611 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-Marietta
Indlu yeParkview emlanjeni
10 Jan – 7 Feb
Yi$3 898 ngenyanga

Fumana Iindawo Eziqeshisayo Zenyanga, Iiflethi Ezinefenitshala, Iindawo Zokuhlala Ixesha Elide Nokungakumbi | uAirbnb

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMarietta

Boat House of Marietta (Boathouse BBQ)bayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Valley Gem Sternwheelerbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tampico Mexican Restaurantbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lafayette Hotelbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Town Housebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Harmar Tavernbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.