Iindawo Zokurenta Inyanga eMoji Ward

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Yahatahigashi-ku, Kitakyūshū-shi
Indlu yemveli yaseJapan! Yonke Indlu Eqeshisayo
14 Jul – 11 Aga
Yi$3 188 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-46
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Yahatanishi Ward, Kitakyushu
Le ndawo inokuhlala abantu abayi-8. Ungapheka kwigumbi elivulekileyo labantu abafikelela kwabayi-8.Kukho indawo yokupaka esimahla.
6 Mey – 3 Jun
Yi$952 ngenyanga
4.74 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-27
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kokurakita Ward, Kitakyushu
60㎡/MAX6people/imizuzu eyi-8 ngemoto ukuya kwisikhululo saseKokura
25 Jun – 23 Jul
Yi$1 791 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-43
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kokurakita-ku, Kitakyūshū-shi
Indawo 【yokupaka yasimahla kunye】ne-PickUp 8 abantu, ngokuphangaleleyo! !
26 Nov – 24 Dis
Yi$1 823 ngenyanga
4.66 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-119

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMoji Ward

Mojiko Retrobayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Karato Sea Marketbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iziko Lokusebenza Lwezolimo ZaseKyushubayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.