Dlulela kumxholo
Amakhaya Oncedo · Iindawo Ekuhlala Abeze Ngenxa Yokugula
Yamkela abantu abagula kakhulu okanye abadinga ukuphumla ekunyamekeleni abantu abagulayo
Yenza ikhaya lakho lifumaneke okwexeshana simahla kubantu abadinga indawo yokuhlala.
Partners and guestsPartners and guests
UNancy noPearl abasuka e-Fisher House
Partners and guestsPartners and guests
Amakhaya Oncedo · Iindawo Ekuhlala Abeze Ngenxa Yokugula
Yamkela abantu abagula kakhulu okanye abadinga ukuphumla ekunyamekeleni abantu abagulayo
Yenza ikhaya lakho lifumaneke okwexeshana simahla kubantu abadinga indawo yokuhlala.
Banintsi abantu abafuna ukuhambela ezonyango, kodwa amaxesha amanitsi imali yendawo yokuhlala yexeshana idla ngokuba ngowona mqobo umkhulu ekufumaneni unyango olusindisa ubomi okanye indawo yokuphumla ngoxa isigulani sisachacha. Xa izigulani zinendawo yexeshana engazukubhatalelwa ziye zithobe amaxhala ngezimali, ibe zitsho zibe nethemba kunye namadla okuyisa ukugula kwazo.
Kulapho intsapho Yamakhaya Onceda ingenelela khona. Ababuki zindwendwe banokunikezela ngendawo epholileyo neyasimahla ukuze abantu bachache.

Ikhaya lakho lisenokunika umntu uxolo lwengqondo ngoxa bechacha.

Enkosi kakhulu! Siye sahleka, sadanisa, sapheka, sahamba-hamba saza sazonwabisa. Sele kudlule ixesha elide sagqibela ukuzonwabisa.
U-Maria
Undwendwe lwe-Make-A-Wish
Enkosi kakhulu! Siye sahleka, sadanisa, sapheka, sahamba-hamba saza sazonwabisa. Sele kudlule ixesha elide sagqibela ukuzonwabisa.
U-Maria
Undwendwe lwe-Make-A-Wish

Indlela oza kubuka iindwendwe ngayo

UKUHLALELA UNYANGO
Amakhaya Oncedo asebenzisana nemibutho engenzi nzuzo efana no-Fisher House Foundation kunye ne-Hospitality Homes ukuze ancede izigulana zifumane iindawo ezikufutshane namaziko onyango. Ngoxa behleli apho, eyakho indima kukubanika indawo yokuhlala etofotofo ngoxa bona okanye abo babathandayo befumana unyango kwisibhedlele esikufuphi.
Izigulane ziza kuhamba neentsapho zazo okanye nabantu abazinyamekelayo . Baza kuba nanye nomntu ongumnxibelelanisi ongenzi nzuzo obanika inkxaso kulo lonke ixesha lokuhlala kwabo. Badla ngokuhlala iveki okanye iiveki ezimbini.

INDAWO YOKUHLALA YABANTU ABATHATHA IKHEFU
Amakhaya Oncedo asebenzisana nemibutho efana noMake-A-Wish ukuze afunele indawo yokuhlala abantwana abagula kakhulu kunye neentsapho zabo ezinikwe ithuba lokuba zikhe ziye eholideyini. Olu hambo lunokufaka isandla kakhulu ekuchacheni kwabo. Indima yakho kukubanika indawo efanelekileyo ukuze bakhe bathi khebevu baze bamanyane.
Baza kuba nomntu osebenzela umbutho ongenzi nzuzo ojengene nabo oza kuba nceda ngalo lonke ixeshe behleli apho. Badla ngokuhlala iintsuku eziyi-5 ukuya kweziyi-10.

Umnxibelelanisi Wamakhaya Oncedo ebenobubele. Uye walungiselela ukuba intsapho yabantu abane izokuhlala kwindawo yethu ubusuku obunye. Ebenokubele ngeyona ndlela ibe bekulula ukuncokola kunye naye. Uye wandinika zonke iinkcukacha ebendizidinga ngale ntsapho waze babaxelela nangemithetho yekhaya lethu, kunye nokunye. Nayo le ntsapho ibithandeka. Bekumnandi nje.
U-Jennifer
Umbuki zindwendwe wakwa-Airbnb

Indlela esebenza ngayo

UMarie
I-Paris, eFransi
Ndizalelwe ndaze ndakhulela e-Paris, ndiyathanda ukuvula indawo yam ndize ndinikise ngendawo ekhuselekileyo nethe zava.
1
Faka iinkcukacha
Uza kucelwa iinkcukacha ezisisiseko ezinjengegama lakho elipheleleyo, ifoto yeenkcukacha nedilesi yeimeyile. Unokuchaza nokuba ukhuthazwe yintoni ukuze ubuke iindwendwe.

2
Vula iakhawunti yendlu yakho
Sixelele ukuba iphi indawo yakho, inani labantu enokubathatha kunye nokuba ifumaneka nini. Ukuba sele ungumbuki zindwendwe, unokukhetha indlu esele ikho.
Indlu yonke
Indawo yokunceda
Iindwendwe eziyi-3
Istudiyo
Iibhedi eziyi-2
Ibhafu eyi-1

Molo Marie,
Ndisebenzela umbutho ongenzi nzuzo onikezela ngenxaso kunye nezinye izinto kubantu njengoko befuna unyango .
3
Phendula izicelo
Iindwendwe ziza kukuthumelela umyalezo ukuba zicinga ukuba indawo yakho izifanele, okanye usenokuthintwa ngumbutho ongenzi nzuzo obhukishela abantu babo egameni labo. Ungabuza imibuzo, uvumelane namalungiselelo, uze ubeke izinto ozilindeleyo kweli xesha liza kuhlalwa ngaphambi kokuvuma nantoni na.

4
Lungela ukwamkela iindwendwe
Iqela lethu likho ukuze likuncede ukuba kukhona imibuzo onayo njengoko ulungiselela ukufika kweendwendwe zakho. Siza kukunika izinto eziza kukunceda kunye neempendulo kwimibuzo edla ngokubuzwa. Nawe unako ukuqhakamshelana nalo mbutho ungenzi nzuzo okanye nolu ndwendwe ukuba unayo nayiphi na imibuzo ngokuza kwalo. Izigulani zidla ngokuhamba neentsapho zazo okanye abantu abazinyamekelayo, ibe ziza kube zinaye nomnxibelelanisi osebenzela umbutho ongenzi nzuzo ukuze azincede azinike inxaso njengoko zilapha.

Inkqubo ka-Airbnb Yamakhaya Oncedo incede amakhaya abuka iindwendwe ukuba ancede iindwendwe ezingakumbi - ezo ezidla ngokuphela sezikuludwe lwabalindileyo - ngokunikezela ngendawo yokuhlala ku-Airbnb eyakutsho kwiiveki ezimbini sihlandlo ngasinye, xa izinto ezisetyenziswa yintsapho - ingqondo, umzimba, imali - ziphelile.
U-Marianne Jones
Umlawuli Oyintloko, Amakhaya Okubuka Iindwendwe

Indlela esikuxhasa ngayo

Siyazi ukuba oku kunokubonakala ngathi ngumsebenzi omnintsi. Yiloo nto sisenza unako-nako ukuba sikunike izinto ezinokukunceda neziza kukukhusela ngaphambi kokuhlala kondwendwe lwakho naxa luhleli kwakho.
inkxaso efumaneka imini nobusuku ngefowuni kunye nezinye izinto onokuzisebenzisa
Ayinguwe wedwa. Ukongeza kwiqela elinikela inkxaso 24/7 lakwa-Airbnb, usenokuqhagamshelana neqela leengcaphephe eziphendula nayiphi na imibuzo ngokubhukisha kwijelo elithi Amakhaya Oncedo.
Ukubuyiselwa imali ngenxa yomonakalo kwisakhiwo
Nangona inqabile into yokonakaliswa kwendawo ngempazamo, siyaqonda ukuba unokufuna ukukhuselwa. Isiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo siza kubhatala bonke ababuki zindwendwe ngomonakalo kwizindlu zabo imali eyakutsho ku-$1,000,000.

Iimpendulo zemibuzo yakho

Yintoni Amakhaya Oncedo?

Open Homes connects people with a free place to stay in times of need. The idea for Open Homes came from Airbnb hosts in 2012. After Hurricane Sandy hit New York, hosts decided to offer their homes for free to neighbors who were forced to evacuate. Inspired by their generosity, Open Homes became an official part of Airbnb.

Since then, it’s expanded to support evacuees, relief workers, medical patients, refugees and asylum seekers. We partner with trusted nonprofits like Mercy Corps, the International Rescue Committee, and the Bone Marrow & Cancer Foundation to develop the program and connect their clients with a free place to stay in times of need.

Open Homes stays are always free for the guests. Some hosts choose to host Open Homes stays for free by signing up with the Open Homes community. If you haven't signed up to host guests for free on Open Homes, you'll still receive your usual payment for your listing when you have an Open Homes booking. Airbnb waives all service fees for these reservations.

Ngubani onokubuka iindwendwe Kumakhaya Oncedo?

Open Homes hosts have many of the same expectations as regular Airbnb hosts. Hosts must meet Airbnb’s hospitality standards, which include accurately representing your listing and availability, as well as providing a safe, secure, and clean space for guests. All hosts and guests are required to uphold Airbnb’s community standards.

Almost anyone can sign up to be an Open Homes host. The listings available on the site are as diverse as the hosts who list them, and you can post shared spaces, private rooms, or entire homes. Find out more about home types to see how to describe your space.

Sometimes a staff member from one of our nonprofit partners will book on behalf of their client and may have additional requests based on their client’s needs. In these cases, the nonprofit staff member will communicate with the host ahead of time to make sure your space is a good fit.

,
Ngubani ofanelekileyo ukuba abhukishe kuMakhaya Oncedo?

Open Homes provides free places to stay for people in times of need. The program supports evacuees, relief workers, medical patients and their caregivers, refugees, and asylum seekers.

If you’re a guest in need of emergency housing, learn more about how to book an Open Homes stay. Check this article and the Open Homes page regularly to find the most current programs and eligibility requirements, which are subject to change.

Disaster relief

In the aftermath of a disaster, there is a critical need for emergency housing. In this instance, people impacted by the disaster, including relief workers, have the ability to submit their request for housing to Airbnb. After verification, they may book an Open Homes listing directly for themselves.

To be eligible for emergency housing, guests must reside in the impacted area or be a relief worker responding in an official capacity. Both permanent residents and travelers with a confirmed hotel or rental reservation are eligible. Guests are required to provide proof of address or confirmation of employment during the application process. Once they submit their application, their information will be reviewed by Airbnb or its vendors before they can book.

Learn more about Disaster relief stays.

Medical stays

Every day, people travel far from home for medical treatment. They may be receiving care, supporting a patient, or healing with family during a difficult time. In this instance, guests can book an Open Homes reservation directly for themselves, or a staff member from a nonprofit organization may book the reservation on their behalf.

In order to book, guests must be referred by a nonprofit partner. Each nonprofit has their own set of eligibility criteria for guests.

Learn more about Medical stays.

Refugee housing

There are many barriers for people who are trying to rebuild their lives in a new place. Before settling into permanent housing, refugees and asylum-seekers need to finalize paperwork, search for jobs, and find a temporary place to stay. In this instance, a staff member from a nonprofit will book an Open Homes reservation on behalf of the guest. All guests have the legal status of a recognized refugee entitled to international protection as determined by the United Nations High Commissioner for Refugees (UNHCR) and/or have begun the process of seeking asylum in the country where they currently reside.

Learn more about Refugee housing.

,
Ndingayibhukisha njani indawo yokuhlala Kwikhaya Loncedo?

Open Homes provides free places to stay for people in times of need. In order to book an Open Homes stay as a guest, you must meet eligibility requirements and be approved.

Applying for a stay

Disaster relief

If you've been impacted by a disaster and are in need of emergency housing, go to our Disaster Relief page to find events that qualify for an Open Homes stay. If you can't ind the event that you've been impacted by, free stays are not currently available.

Once you find an event, log into or create an Airbnb account to confirm your address. You’ll need to answer a few questions and agree to our Community Standards and the Airbnb Terms of Service.

After you submit your request, we may call you to check on additional details. If we can’t verify your information or it doesn’t meet our eligibility criteria, you’ll receive an email within 24 hours.

Medical stays or refugee housing

To be approved for a Medical stay or Refugee housing, you must be referred by a nonprofit partner. It isn't possible to apply for an Open Homes Medical stay or Refugee housing as an individual at this time. 

Learn more about the nonprofits that we partner with on the Open Homes page.

Booking a stay

If you’re approved, you'll receive an email inviting you to browse available stays. Here are a few tips to keep in mind:

  • Read all of the information in the email invitation. It will tell you more about what kind of stay you can book.
  • You may need to book your stay within certain dates. Make sure to refer to your email invitation for this information.
  • Check the listing details, like number of bedrooms and amenities, as well as the photos to confirm a place is a good fit. If you have any questions, reach out to the host by clicking or tapping Contact host on the listing page.
  • Make sure your stay is booked for the purpose defined by each program. If a stay doesn’t meet the program requirements, it'll be canceled according to the host’s cancellation policy.

    ,
    Ndizilungiselela njani iindwendwe kuMakhaya Oncedo?

    Whether you signed up to host for free on Open Homes or have received an Open Homes booking request, here are a few things to keep in mind to help you prepare for your guests:

    • Communicate clearly
    • Try to learn about their needs and how you can help make their stay more comfortable
    • Unlike regular guests on Airbnb, Open Homes guests are often traveling due to unexpected and difficult circumstances. Remember that everyone responds differently and has different needs
    • Make sure you’re accessible to your guests and easy to communicate with
    • Explain the check-out time and process to your guests beforehand. Include your expectations about cleaning the listing, if any

    Hosting an Open Homes stay can be different across programs. Many guests referred by a nonprofit will have the support of a staff member throughout. You can learn more on our dedicated sites:

    Learn more about Airbnb’s hosting standards.

    Ndingaqhagamshelana njani nendawo exhasa Amakhaya Oncedo?

    A dedicated support team is available to all hosts, guests and nonprofit partners for issues and questions related to Open Homes reservations 7 days a week, from 9am to 5pm Pacific Standard Time. Contact us by emailing openhomessupport@airbnb.com. Airbnb’s community support specialists are also available 24 hours a day, 7 days a week.

    What to do if you feel unsafe during a stay

    If you encounter an emergency situation, or if your personal safety is threatened during a stay, contact local police or emergency services immediately.

    If you need help from Airbnb with a safety concern, contact our Trust and Safety team.

    Before the start of the stay, you can also read our safety tips.

    Joyina intsapho efuna ukunceda isebenzisa indlela entsha nenobuntu.

    Ngaba unemibuzo?
    Fumana iimpendulo kwiZiko lethu Loncedo okanye uqhakamshelane nathi.
    Yiya Kwindawo Yoncedo