A private homely bedroom next to Dragvoll/Moholt

I-Superhost

Igumbi lakho lokulala e igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle sinombuki zindwendwe onguBicheng

  1. Iindwendwe eziyi-2
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Ibhedi eyi-1
  4. Igumbi eliyi-1 ekwabelwana ngalo
I-wifi ekhawulezayo
Xa iyi-75 Mbps, iqela lakho lonke lingafowuna ngevidiyo lize libukele iividiyo kwi-intanethi.
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokwakho nge-smartlock.
Ungarhoxa simahla ngaphambi kwe-25 Okt.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
My place is good for couples and solo adventurers. We offer you a HOME in Trondheim.
It is close to bus stops and E6. There are several super markets nearby. There are three parking spots available. The bedroom is underground.
We would like to know nice people from all over the world:)

Ukungena kondwendwe
You will have your private bedroom. You can use our kitchen(except the coffee machine), bathroom, laundry room(50NOK for laundry and drier) and living room. Please inform us in advance if you plan to use the kitchen and laundry room.

Indawo oza kulala kuyo

Indawo ekungena umntu wonke
isofa ekwayibhedi eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ukungena utyibilike emkhenkceni/ukuphuma ekutyibilikeni emkhenkceni
Ikhitshi
I-wifi ekhawulezayo – i-75 Mbps
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Iveranda okanye ibhalkhoni Isetyenziswa nangabanye
Yeyabucala iyadi engasemva – Ibiyelwe yonke
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Iintsuku eziyi-7 e Trondheim

Oct 30, 2022 - Nov 6, 2022

4.86 out of 5 stars from 74 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Trondheim, Sør-Trøndelag, Norway

We are close to Dragvoll and Moholt, and there are three supermarkets-meny,coop extra and rema 1000 within 10min walk. Easy to have cross country to the mountains from doorways during winter time. Burmaklippen is about half an hour hiking.

Umbuki zindwendwe ngu- Bicheng

  1. Ujoyine nge- 2016 Meyi
  • Izimvo eziyi-74
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

Ngexesha lokuhlala kwakho

You are very welcome to ask about information. Or have a chat with us. We are willing to be there for you:)

If you prefer along, we will offer you some private space and time:)

UBicheng yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Iilwimi: 中文 (简体), English, Norsk
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Ungayitshintsha
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Ukuzibhalisa xa ufika Indlela ephucukileyo yokutshixa, Indawo esemnyango yokufaka ikhowudi
Ayibafanelanga abantwana neentsana
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Ichibi, umlambo, nezinye iindawo ezinamanzi ezikufutshane
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa