A private bedroom with private bathroom.

Igumbi lakho lokulala e indlu sinombuki zindwendwe onguXueqin

  1. Iindwendwe eziyi-2
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Ibhedi eyi-1
  4. igumbi lokuhlambela labucala eliyi-1
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokwakho ngebhokisi enesitshixo.
Kubekuhle ukubhalisela ukungena
90% yeendwendwe zakutshanje zinike indlela yokungena izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Unxibelelana kakuhle kakhulu
I-90% yeendwendwe zakutshanje inike uXueqin iinkwenkwezi eziyi-5 kunxibelelwano.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
A bedroom with private full bathroom and one queen bed. A refrigerator and microwave oven will serve you when you are hungry. Plenty of parking space even for RV.

Indawo
House sits on a 1.3 acre land with country view and modern life.

Indawo oza kulala kuyo

Izinto enazo le ndawo

I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Iindawo zokuhlala phandle
Ngasemva eyadini
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Iintsuku eziyi-7 e Pittsburgh

Sep 23, 2022 - Sep 30, 2022

4.56 out of 5 stars from 259 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Pittsburgh, Pennsylvania, United States

Nice and safe neighborhood.

Umbuki zindwendwe ngu- Xueqin

  1. Ujoyine nge- 2016 Juni
  • Izimvo eziyi-275
  • Isazisi siqinisekisiwe

Ngexesha lokuhlala kwakho

We will be able to provide any help you need during your stay.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:12:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi

Imithetho engokurhoxa