La Petite Chaumière du Prémanoir

4.84I-Superhost

indlu ekumhlaba osikelwe izindlu yonke sinombuki zindwendwe onguMarie-Therese

Iindwendwe eziyi-4, 1 igumbi lokulala, iibhedi eziyi-2, Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le indlu.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
UMarie-Therese yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Yindawo entle
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indawo izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Venez découvrir les charmes de la Normandie en habitant une véritable chaumière idéalement située ( à 6 km de Pont-Audemer, 20 km d'Honfleur, 40km du Havre et 50 km des falaises d'Etretat...)
Espace et calme pour cette maison indépendante
Logement parfait pour les couples avec ou sans enfant ( lit bébé disponible sur demande) ou séjour entre amis.
Cheminée et chauffage électrique chambre et salon.

Iindawo zokulala

Igumbi lokulala 1
1 ibhedi elala abantu ababini
Iindawo ezisetyenziswa ngumntu wonke
isofa ekwayibhedi eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
Ibhafu
Indawo yomlilo engaphakathi endlini
Ibhedi yomntwana
Ibhedi/ikhothi yomntwana esongwayo xa useluhambeni
Isitulo esiphakamileyo
Ibhafu yokuhlambela usana
Isixhobo sokomisa iinwele

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.84 out of 5 stars from 97 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Saint-Samson-de-la-Roque, Normandie, France

Umbuki zindwendwe ngu- Marie-Therese

Ujoyine nge- 2016 Septemba
  • Izimvo eziyi-97
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

UMarie-Therese yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: kwiiyure ezimbalwa
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 13:00
Ixesha lokuphuma lingo:21:00
Akutshaywa
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Saint-Samson-de-la-Roque

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Saint-Samson-de-la-Roque: