Luxurious Chalet Above Schruns

Igumbi lakho lokulala e indlu enendawo yokuphola sinombuki zindwendwe onguMichael

Iindwendwe eziyi-8, Amagumbi okulala ayi-2, Iibhedi eziyi-8, Iibhafu ezi-3
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Ichibi
Iindwendwe ziyathanda ukukhangela le nto inokusetyenziswa ithandwayo
My place is close to the Largest ski resort in Vorarlberg. Within walking distance of Schruns and all it has to offer. You’ll love my place because it is the most luxurious chalet within the area, elevated above the beautiful town of Schruns, surrounded by the best skiing in the area. It is an immaculate, professionally designed 3 story chalet that offers a large range of facilities to insure your stay will be unforgettable.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
Ibhedi enkulu eyi-1, isofa ekwayibhedi eyi-1
Igumbi lokulala 2
Ibhedi enkulu eyi-1, isofa ekwayibhedi eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ichibi
Ibhafu enamanzi ashushu
I-TV
Ilifti
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Akukho zimvo (okwangoku)

Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Schruns, Vorarlberg, Austria

Umbuki zindwendwe ngu- Michael

  1. Ujoyine nge- 2016 Novemba
    • Izinga lokuphendula: 0%
    • Ixesha lokuphendula: iintsuku ezimbalwa okanye ngaphezulu
    Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

    Izinto ofanele uzazi

    Imithetho yekhaya

    Ixesha lokubhalisa xa ufika: 12:00 - 22:00
    Akutshaywa
    Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
    Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

    Ezempilo nokhuseleko

    Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
    Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
    Ialam yecarbon monoxide
    Ialam yomsi
    Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$5391

    Imithetho engokurhoxa