Chillenden Court Stable No. 1

4.95I-Superhost

Indlu esemaphandleni yonke sinombuki zindwendwe onguKaren

Iindwendwe eziyi-2, Igumbi lokulala eliyi-1, Ibhedi eyi-1, Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le indlu esemaphandleni.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokwakho ngebhokisi enesitshixo.
Yindawo entle
90% yeendwendwe zakutshanje zinike indawo izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
My place is close to Sandwich, Wingham, Canterbury and Dover Ferry Port. There are 4 golf courses within a 9 mile radius including Royal St. Georges in Sandwich which hosts the British Open Championship every few years. There are 2 public courses in the area - Boughton and Stone Lees.

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Isixhobo sokomisa iinwele
Isidlo sakusasa
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.95 out of 5 stars from 41 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Chillenden, England, United Kingdom

Chillenden is a quiet rural hamlet set in beautiful countryside loved by many for walking and cycling. There is a local village pub/restaurant dating from the 13th century used by locals and visitors alike. With Gibsons, a local farm shop 5 minutes drive away where you can buy fresh meat and vegetables for self catering, or eat in their cafe offering light meals and snacks.

Umbuki zindwendwe ngu- Karen

  1. Ujoyine nge- 2017 Februwari
  • Izimvo eziyi-52
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

UKaren yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Izinga lokuphendula: 80%
  • Ixesha lokuphendula: kwiiyure ezimbalwa
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 15:00 - 19:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Ayibafanelanga abantwana neentsana
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$138

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Chillenden

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Chillenden: