Dlulela kumxholo

Comfortable apartment near the sea

Yonke iflethi okanye indlu ekwicomplex sinombuki zindwendwe onguRima
Iindwendwe eziyi-51 igumbi lokulalaiibhedi eziyi-2Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
URima yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Kubekuhle ukubhalisela ukungena
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indlela yokungena izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Imithetho yekhaya
Umbuki zindwendwe akazivumeli izilwanyana zasekhaya, iipati okanye ukutshaya.
My place is close to the city center, beach and restaurants and dining. You’ll love my place because of the always clean rooms, quiet neighborhood, the kitchen. My place is good for couples, solo adventurers, families (with kids).

Amalungiselelo okulala

Igumbi lokulala 1
1 ibhedi elala abantu ababini
Iindawo ezisetyenziswa ngumntu wonke
isofa ekwayibhedi eyi-1

Izinto onokuzisebenzisa

Ilifti
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ikhitshi
I-Cable TV
Iayini
I-TV ene-izitishi zeTV eziqhelekileyo
Izinto ezibalulekileyo
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi
4.87(47)
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.87 out of 5 stars from 47 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Indawo

Palanga, Klaipėdos apskritis, Lithuania

Apartment is located in the quiet place, where you can escape from crowds of people and 10 min to the center, where you can enjoy night life.

Umbuki zindwendwe ngu- Rima

Ujoyine nge- 2017 March
  • Izimvo eziyi-47
  • I-Superhost
URima yi-Superhost
Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Izinga lokuphendula: 80%
  • Ixesha lokuphendula: lungaphelanga usuku
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya
Ixesha lokungena lingo: 14:00 - 22:00
Ixesha lokuphuma lingo:12:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Ezempilo nokhuseleko
Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho sixhobo sokuva umoya otyhefayo esichaziweyo. Funda okungakumbi
Akukho sixhobo sokuva umsi esichaziweyo. Funda okungakumbi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$120
Imithetho engokurhoxa