Chalet Stella, Seytroux, Portes du Soleil, France

4.67

Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga yonke sinombuki zindwendwe onguHerbert

Iindwendwe eziyi-10, Amagumbi okulala ayi-4, Iibhedi eziyi-7, Amagumbi okuhlambela ayi-2.5
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokwakho ngebhokisi enesitshixo.
Unxibelelana kakuhle kakhulu
I-100% yeendwendwe zakutshanje inike uHerbert iinkwenkwezi eziyi-5 kunxibelelwano.
Spacious chalet rental in the heart of the Portes du Soleil domain. Within 10 to 15 inutes from Avoriaz, Morzine, Les Gets, Saint Jean d'Aulps and more. Just over an hour's drive from Geneva airport. Three double rooms and a 'six sleeper'; sleeps up to 10 comforatbly.

Indawo
Three double bedrooms with one 'six sleeper' with two bunk beds double down, single up. Spacious open plan living area with amazing central fireplace. Modern kitchen with all amenities, including laundry room with washer and drier.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
Ibhedi enkulu eyi-1
Igumbi lokulala 2
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1
Igumbi lokulala 3
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Ibhafu
Iindawo zokuhlala phandle
Indawo yomlilo engaphakathi endlini
Ibhedi yomntwana
Isixhobo sokomisa iinwele

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.67 out of 5 stars from 7 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Seytroux, Auvergne-Rhône-Alpes, France

Set in the serene little hamlet of Saint Martin within 5 minutes from Saint Jean d'Aulps and 10 - 15 minutes to Morzine and Les Gets

Umbuki zindwendwe ngu- Herbert

  1. Ujoyine nge- 2015 Meyi
  • Izimvo eziyi-7
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 14:00
Ixesha lokuphuma lingo:09:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$2319

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Seytroux

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Seytroux: