One-Bedroom Apartment with Balcony AP7

Igumbi lakho lokulala e igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle sinombuki zindwendwe onguDejan

  1. Iindwendwe eziyi-4
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Iibhedi eziyi-2
  4. igumbi lokuhlambela labucala eliyi-1
Paka simahla
Le yenye yeendawo ezimbalwa kule ngingqi ezinendawo yokupaka simahla.
Ungarhoxa simahla ngaphambi kwe-30 Jun.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
50 square meters, with balcony, bathroom, LCD, WiFi, air conditioning, fridge. On the ground floor is an Italian restaurant and a sweet shop with over 30 types of cakes and ice cream.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala
1 ibhedi elala abantu ababini
Indawo ekungena umntu wonke
isofa ekwayibhedi eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Isixhobo sokomisa iinwele
Ukutshaya kuvumelekile
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Iintsuku eziyi-7 e Aranđelovac

Jul 1, 2023 - Jul 8, 2023

Akukho zimvo (okwangoku)

Lo mbuki zindwendwe unezimvo eziyi-2 ngezinye indawo zokuhlala. Veza ezinye izimvo
Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Aranđelovac, Serbia

Umbuki zindwendwe ngu- Dejan

  1. Ujoyine nge- 2015 Septemba
  • Izimvo eziyi-2
    Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

    Izinto ofanele uzazi

    Imithetho yekhaya

    Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
    Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
    Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
    Ukutshaya kuvumelekile

    Ezempilo nokhuseleko

    Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
    Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
    Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi

    Imithetho engokurhoxa