GundiMane - Room 1

4.78I-Superhost

Igumbi lakho lokulala e indawo yokuhlala nenesidlo sakusasa sinombuki zindwendwe onguGundi

Iindwendwe eziyi-3, Igumbi lokulala eliyi-1, Iibhedi eziyi-2, 1.5 igumbi lokuhlambela
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Yindawo entle
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indawo izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Kubekuhle ukubhalisela ukungena
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indlela yokungena izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
GundiMane HomeStay, is a plantation house situated on top of a hill facing acres of green areca plantation. The Home Stay is situated in the heart of the Western Ghats, 45kms from Sagar in Shimoga District and just 19kms from the world famous Jogfalls. GundiMane is also one of a very few homestays in the Western Ghats to be certified by the Department of Tourism, Karnataka State.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala
iibhedi ezilala umntu omnye eziyi-2, imatrasi ebekwa phantsi eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Ukutshaya kuvumelekile
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.78 out of 5 stars from 9 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Nandodi, Karnataka, India

Umbuki zindwendwe ngu- Gundi

  1. Ujoyine nge- 2017 Okthoba
  • Izimvo eziyi-21
  • I-Superhost

UGundi yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: kwiiyure ezimbalwa
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 11:00 - 22:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ukutshaya kuvumelekile

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Ayikho ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Nandodi

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Nandodi: