Dlulela kumxholo

StudioAzzurro l WIFI Klima Disinfection by Ozone

Yonke iloft sinombuki zindwendwe onguFerdinando
Iindwendwe eziyi-31 igumbi lokulalaIbedi eyi-1Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iloft.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Ukuzibhalisa xa ufika
Ungabhalisela ukungena kumntu oqashelwe ukuma emnyango.
UFerdinando yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Imithetho yekhaya
Lo mbuki zindwendwe akazivumeli iipati okanye imicimbi.
Mansardenwohnung (ca. 25 qm Wohnfläche) ist mit allem ausgestattet was man so braucht und mit Liebe zum Detail eingerichtet. Küche mit Spülmaschine, Toaster, 3 Kaffemaschinen 12 qm große Dachterrasse mit Meerblick auf den Golf von Asinara. Das Studio verfügt über Annehmlichkeiten wie Klimaanlage , SAT-TV und Internetzugang
Alles bequem zu Fuß erreichbar, Parkplatz im Hof
Haustiere erlaubt
Wir desinfizieren jede Ferienwohnung zusätzlich mit einem Ozon Generator nach jedem Mieter wechsel

Amalungiselelo okulala

Igumbi lokulala 1
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1

Izinto onokuzisebenzisa

I-Wifi – i-40 Mbps
Indawo yokupaka simahla eseyadini – inendawo eyi-1
Ikhitshi
I-aircon ekwindawo enye esebenza kuwo onke amagumbi
Isimahla umatshini wokuhlamba–Kwisakhiwo
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Into ekwindawo enye eyenza indlu ibe shushu yonke
Iayini
Isixhobo sokomisa iinwele
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.84 out of 5 stars from 25 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Indawo

La Ciaccia, Sardegna, Italy

Umbuki zindwendwe ngu- Ferdinando

Ujoyine nge- 2014 January
  • Izimvo eziyi-187
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
autorizzazione Regione Sardegna per affitti di case per vacanze E2226 noi facciamo turismo e vivamo in luogo di modo da poter essere sempre presenti per qualsiasi informazione ed aiuto per i nostri clienti wir leben mit den Touristen, wir wohnen vor Ort und sind wir immer für unsere Kunden da
autorizzazione Regione Sardegna per affitti di case per vacanze E2226 noi facciamo turismo e vivamo in luogo di modo da poter essere sempre presenti per qualsiasi informazione ed a…
Ngexesha lokuhlala kwakho
Ich begleite meine Gäste zum Studio , gebe Tipps ( Strände, Ausflüge, Einkaufen , Essen) und bin immer erreichbar , da ich selbst in La Ciaccia wohne
UFerdinando yi-Superhost
Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Iilwimi: English, Français, Deutsch, Italiano, Español
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya
Ixesha lokungena lingo: 13:00 - 00:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Ukuzibhalisa xa ufika umamkeli zindwendwe
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe
Ukutshaya kuvumelekile
Ezempilo nokhuseleko
Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- La Ciaccia

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e La Ciaccia: