Royal Stay Thoddoo

Igumbi lakho lokulala e indawo yokuhlala nenesidlo sakusasa sinombuki zindwendwe onguNishah

  1. Iindwendwe eziyi-10
  2. Amagumbi okulala ayi-5
  3. Iibhedi eziyi-5
  4. Amagumbi okuhlambela ayi-5 asetyenziswa nangabanye abantu
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Yindawo entle
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indawo izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Kubekuhle ukubhalisela ukungena
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indlela yokungena izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Enye inkcazelo inokuvezwa ngolwimi lwakuqala.
Royal Stay Inn offers accommodation in Thoddoo. Royal Stay inn is located in Thoddoo Island, a short walk from beaches, shops and restaurants.Each room at this guest house is air conditioned and features a TV.
You can engage in various activities, such as Snorkeling, fishing, sand bank excursions,water sports and diving etc.. The nearest airport is Male International Airport, 69 km from Royal Stay Inn.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1
Igumbi lokulala 2
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1
Igumbi lokulala 3
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1

Izinto enazo le ndawo

I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Ngasemva eyadini
Isixhobo sokomisa iinwele
Ifriji
Isidlo sakusasa
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.65 out of 5 stars from 17 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Thoddoo, Maldives

Umbuki zindwendwe ngu- Nishah

  1. Ujoyine nge- 2017 Disemba
  • Izimvo eziyi-17
  • Ulwimi: English
  • Izinga lokuphendula: 86%
  • Ixesha lokuphendula: kwiiyure ezimbalwa
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 14:00
Ixesha lokuphuma lingo:09:00
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ukutshaya kuvumelekile

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Ayikho ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Thoddoo

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Thoddoo: