Lux Apartment on Pushkina

I-Superhost

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguОксана

  1. Iindwendwe eziyi-3
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Iibhedi eziyi-2
  4. Igumbi lokuhlambela eli-1
UОксана yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Yindawo entle
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indawo izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Ungarhoxa simahla ngaphambi kwe-18 Dis.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
VIP квартира на площади Освобождения. Центр города.

Indawo
Квартира в центре, возле площади Освобождения. Театр, проспект Почтовый, парки, кафе, рестораны-все рядом.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1, 1 iisofa eziyi-

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Ukothulwa komthwalo kuvumelekile
Isitulo sokutyisela usana
Ibhafu yokuhlambela usana
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Iintsuku eziyi-7 e Kryvyi Rih

Dec 23, 2022 - Dec 30, 2022

5.0 out of 5 stars from 18 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Kryvyi Rih, Dnipropetrovsk Oblast, Ukraine

Центр города.

Umbuki zindwendwe ngu- Оксана

  1. Ujoyine nge- 2014 Juni
  • Izimvo eziyi-92
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

Ngexesha lokuhlala kwakho

Общаться можно любым доступным способом.

UОксана yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Iilwimi: English, Русский
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Ayikho ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa