Sehr schöne,liebevoll eingerichtete, große Wohnung

4.94I-Superhost

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguPeter

Iindwendwe eziyi-4, Amagumbi okulala ayi-2, Iibhedi eziyi-4, Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokwakho ngebhokisi enesitshixo.
Kubekuhle ukubhalisela ukungena
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indlela yokungena izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Liebevoll eingerichtete Ferienwohnung im Herzen des Thüringer Waldes zu vermieten. Ob für Sportbegeisterte, MT- Biker, Biathleten, Wanderfreunde, Kulturliebhaber oder Städte-Reisende- vielseitige Ziele sind nur wenige Kilometer entfernt. Oberhof, Meiningen, Schmalkalden, Suhl, Eisenach oder Erfurt, bieten jedem Urlauber genau das Richtige.
Sie wohnen in der ersten Etage, haben einen gemütlichen Wohn- Essbereich, zwei Schlafzimmer und ein Bad. 65 Quadratmeter zum Entspannen und Wohlfühlen.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
Iibhedi ezinkulu eziyi-2
Igumbi lokulala 2
iibhedi ezilala umntu omnye eziyi-2

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa iinwele
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.94 out of 5 stars from 90 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Steinbach-Hallenberg, Thüringen, Germany

Umbuki zindwendwe ngu- Peter

  1. Ujoyine nge- 2018 Janyuwari
  • Izimvo eziyi-90
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

UPeter yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Ungayitshintsha
Ixesha lokuphuma lingo:12:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Steinbach-Hallenberg

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Steinbach-Hallenberg: