I-ATACAMES SUITE KWI-PUNTA ARENA, PHAMBI KOLWANDLE

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguMaria

  1. Iindwendwe eziyi-4
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Iibhedi eziyi-4
  4. Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Ukuzibhalisa xa ufika
Ungabhalisela ukungena kumntu oqashelwe ukuma emnyango.
Ichibi
Iindwendwe ziyathanda ukukhangela le nto inokusetyenziswa ithandwayo
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Yisuite yabantu aba-4, ejongene nolwandle enethafa elihle, elinekhitshi.

Ukungena kondwendwe
Kubo bonke, izithuba ezijikeleze lonke

Indawo oza kulala kuyo

Indawo ekungena umntu wonke
iisofa ezikwazibhedi eziyi-2

Izinto enazo le ndawo

Ukukwazi ukuya elwandle – Phambi kolwandle
Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ichibi
I-TV
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.40 out of 5 stars from 11 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Atacames, Ecuador

Umbuki zindwendwe ngu- Maria

  1. Ujoyine nge- 2011 Okthoba
  • Izimvo eziyi-85
  • Isazisi siqinisekisiwe
Casa El Morro es una casa con 12 suits, frente al mar con todas las comodidades. grandes jardines de flores exóticas, cerca de cualquier comercio y a la vez un lugar muy privado, hay muchas cosas que hacer y que conocer , ambientes de pura naturaleza
Casa El Morro es una casa con 12 suits, frente al mar con todas las comodidades. grandes jardines de flores exóticas, cerca de cualquier comercio y a la vez un lugar muy privado, h…
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 13:00 - 19:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Ukuzibhalisa xa ufika umamkeli zindwendwe
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi

Imithetho engokurhoxa