Bright & Light Modern Beachy Studio

4.73I-Superhost

Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle yonke sinombuki zindwendwe onguAleta/Shelley

Iindwendwe eziyi-2, Igumbi lokulala eliyi-1, Iibhedi eziyi-0, Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokufaka ikhowudi emnyango.
Yindawo entle
95% yeendwendwe zakutshanje zinike indawo izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
The safety of our guests is of utmost importance. We're taking every precaution & wipe down every surface with commercial grade disinfecting solution as we prepare for your stay. You can rest assured that you won't come into contact with the coronavirus in our safe and peaceful studio.

Located 7 blocks from popular Mizner Park, 1.9 miles from the beach and 1 mile from FAU.

Indawo
Located in happening east Boca, the studio keeps you close to all the great restaurants, shops, bars and beach while giving you everything you need to relax during some down time.

The property has been divided into 2 Airbnbs that include this studio and 'Bright & Light Modern Beachy Home'. Each have their own parking space and the studio has a private patio so you can enjoy both the interior and exterior. The other unit has access to the rest of the yard.

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
I-TV ene-I-Amazon Prime Video, I-HBO Max, I-Netflix, I-Roku
I-aircon ekwindawo enye esebenza kuwo onke amagumbi
I-aircon esefestileni
Iindawo zokuhlala phandle
Isixhobo sokomisa iinwele
Imicrowave
Indawo elungiselelwe ukusebenza: itafile

Ukufikeleleka

Ukungena ngaphakathi

Akudingeki unyuke izitepsi ukuze ungene endlini
Umnyango obanzi wokungena weendwendwe

Igumbi lokuhlambela

Umnyango obanzi oya kwigumbi lokuhlambela leendwendwe

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.73 out of 5 stars from 113 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Boca Raton, Florida, United States

I love East Boca because it's upscale yet relaxed. The dining options are incredible and if you like to go to the beach or shop there are lovely options just blocks away!

Umbuki zindwendwe ngu- Aleta/Shelley

  1. Ujoyine nge- 2014 Novemba
  • Izimvo eziyi-562
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
My husband and I live in San Diego and we have a second home in South Florida that I purchased when I was commuting there for work . We love to travel including snowboarding trips, beach destination trips and especially trips outside the US. We have been Airbnb hosts since 2015 and love being part of the sharing community. Little by little we've added more units. Our home in S. FL has been carved into 2 lovely units and we recently bought a duplex close to Mission Bay in Pacific Beach, San Diego that is also available to guests. We also bought a great condo with our close friends overlooking a surf break in Los Cabos, Mexico.
My husband and I live in San Diego and we have a second home in South Florida that I purchased when I was commuting there for work . We love to travel including snowboarding trips,…

Ababuki zindwendwe abancedisayo

  • Rosa
  • Matilde
  • Aron

Ngexesha lokuhlala kwakho

Guests have their space. You can reach us easily through the App or by text with any questions you may have.

UAleta/Shelley yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Inombolo yomthetho: 000018292, 2019118999
  • Iilwimi: English, Español
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 16:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Ukuzibhalisa xa ufika Indawo esemnyango yokufaka ikhowudi
Akutshaywa
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Boca Raton

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Boca Raton: