Dlulela kumxholo

Sleep Inn Hostel

I-SuperhostBucurești, Municipiul București, Romania
Igumbi elisetyenziswa nangabanye abantu e ihostela sinombuki zindwendwe onguSleep Inn
Iindwendwe eziyi-41 igumbi lokulalaiibhedi eziyi-34Amagumbi okuhlambela ayi-5 asetyenziswa nangabanye abantu
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Ukuzibhalisa xa ufika
Ungabhalisela ukungena kumntu oqashelwe ukuma emnyango.
Imithetho engokurhoxa
Faka iintsuku zohambo lwakho ukuze ufumane iinkcukacha zokurhoxiswa koku kuhlala.
Imithetho yekhaya
Le ndawo ayibalungelanga abantwana abangaphantsi kweminyaka eyi-12 ibe umbuki zindwendwe akazamkeli izilwanyana ibe akakuvumeli ukutshaya. Fumana iinkcukacha
The hostel is situated right in the middle of all action and atractions Bucharest has to offer. We offer you clean and confortable budget accomodation in the heart of the city, in walking distance to all city atractions (Pallace of the Parlament, Calea Victoriei, University Square) and nightlife (Old City Town). our dorms have a very friendly atmosphere

Amalungiselelo okulala

Igumbi lokulala 1
iibhedi ezikhweleneyo eziyi-4

Izinto onokuzisebenzisa

I-Wifi
Ikhitshi
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Umatshini wokuhlamba impahla
IiHenga
Ukufudumeza
Izinto ezibalulekileyo
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.83 out of 5 stars from 18 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Indawo

București, Municipiul București, Romania

Umbuki zindwendwe ngu- Sleep Inn

Ujoyine nge- 2018 February
  • Izimvo eziyi-19
  • I-Superhost
USleep Inn yi-Superhost
Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya
Ixesha lokungena lingo: 14:00 - 22:00
Ukuzibhalisa xa ufika umamkeli zindwendwe
Ayibafanelanga abantwana neentsana
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ezempilo nokhuseleko
Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho sixhobo sokuva umoya otyhefayo esichaziweyo Funda okungakumbi
Akukho sixhobo sokuva umsi esichaziweyo Funda okungakumbi
Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- București

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e București: