Fully Furnished Condo Perfect for Work Travel

Iflethi okanye indlu ekwi-complex (icondo) yonke sinombuki zindwendwe onguAllureMtnRetreats

Iindwendwe eziyi-2, Amagumbi okulala ayi-2, Iibhedi eziyi-2, Amagumbi okuhlambela ayi-2
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokwakho ngebhokisi enesitshixo.
Umbuki zindwendwe onamava
UAllureMtnRetreats unezimvo eziyi-33 zezinye iindawo.
Monthly Rental - 3 mo. minimum. This is a great peaceful place to stay while you spend an extended stay in Hendersonville. In Laurel Park, Still only 30 Minutes from Asheville or Tryon

Indawo
Monthly Rental - 3 mo. minimum. This is a great peaceful place to stay while you spend an extended stay in Hendersonville. In Laurel Park, just one mile from Downtown Hendersonville is this nice second floor condo in a quiet complex. Could be ideal for a relocation, while shopping for a home, while building a home, while staying for a season. Fully furnished, tv, wifi, washer/dryer, full kitchen. 1 Bedroom 2 Bath, With Sleeper Sofa - 1 mile from Downtown 3 Month Min

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1
Igumbi lokulala 2
isofa ekwayibhedi eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV ene-izitishi zeTV eziqhelekileyo
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Ibhafu
Iindawo zokuhlala phandle
Isixhobo sokomisa iinwele

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Akukho zimvo (okwangoku)

Lo mbuki zindwendwe unezimvo eziyi-33 ngezinye indawo zokuhlala. Veza ezinye izimvo
Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Laurel Park, North Carolina, United States

Umbuki zindwendwe ngu- AllureMtnRetreats

  1. Ujoyine nge- 2015 Novemba
  • Izimvo eziyi-33
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Ayibafanelanga abantwana neentsana
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$500

Imithetho engokurhoxa