Private Room in DHA

I-Superhost

Igumbi lakho lokulala e indlu sinombuki zindwendwe onguZeeshan

  1. Iindwendwe eziyi-2
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Ibhedi eyi-1
  4. igumbi lokuhlambela labucala eliyi-1
Ukuzibhalisa xa ufika
Ungabhalisela ukungena kumntu oqashelwe ukuma emnyango.
UZeeshan yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Ungarhoxa simahla ngaphambi kwe-17 Feb.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
The place is super comfortable and is very close to the commercial area of DHA Y block. 15 mins away from the airport and 5 mins drive away from the biggest mall in town. The area is highly secure and the housekeeper is available 24/7.

Indawo
My place is great for Business travelers, Tourists, cultural exchange students and couples

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala
1 ibhedi elala abantu ababini
Indawo ekungena umntu wonke
ibhedi elala umntu omnye eyi-1, imatrasi ebekwa phantsi eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
I-TV ene-izitishi zeTV eziqhelekileyo
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Iindawo zokuhlala phandle
Ukothulwa komthwalo kuvumelekile

Iintsuku eziyi-7 e Lahore

Feb 18, 2023 - Feb 25, 2023

4.96 out of 5 stars from 93 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Lahore, Punjab, Pakistan

It is one of the best locations in Lahore, with the best shopping brands and restaurants all on a short walking distance. There's a medical center 1 km away. Airport, Express Highway (Ring Road) and city center all very close by. The house is situated right next to DHA Security Center hence very secure and safe

Umbuki zindwendwe ngu- Zeeshan

  1. Ujoyine nge- 2017 Epreli
  • Izimvo eziyi-360
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
Ndiyintatheli yeentatheli ezisebenzayo ngobuchule.
Indalo, ubugcisa, inkcubeko, izilwanyana, ukuhamba, iincwadi, umculo kunye neemuvi zindenza ndive kamnandi kakhulu.
Ndibuka iindwendwe kwi-Airbnb ukususela ngo-2017 kwaye ndikuthanda nyhani ukudibana nabantu abatsha abasuka ehlabathini lonke.
Ndiyintatheli yeentatheli ezisebenzayo ngobuchule.
Indalo, ubugcisa, inkcubeko, izilwanyana, ukuhamba, iincwadi, umculo kunye neemuvi zindenza ndive kamnandi kakhulu.

Ngexesha lokuhlala kwakho

I give my guests space but I'm just a call away when they need me for something

UZeeshan yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Ulwimi: English
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 12:00
Ixesha lokuphuma lingo:12:00
Ukuzibhalisa xa ufika umamkeli zindwendwe
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe
Ukutshaya kuvumelekile

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa