Guest House in Punta Gorda, Belize

Indlu ekumhlaba osikelwe izindlu yonke sinombuki zindwendwe onguDudley

Iindwendwe eziyi-5, Amagumbi okulala ayi-3, Iibhedi eziyi-3, Amagumbi okuhlambela ayi-2
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le indlu.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
I-Wifi
Iindwendwe ziyathanda ukukhangela le nto inokusetyenziswa ithandwayo
This lovely three bedroom home located directly across from the Caribbean Sea. Includes a fence with a sliding gate entrance to park vehicles and a gate to cross to the sea. Large screened in patio with seating and a nice view of the water. Premises include security system and security lighting.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
1 ibhedi elala abantu ababini
Igumbi lokulala 2
ibhedi elala umntu omnye eyi-1
Igumbi lokulala 3
Ibhedi enkulu eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ukukwazi ukuya elwandle – Phambi kolwandle
Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Isixhobo sokomisa iinwele
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Akukho zimvo (okwangoku)

Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Hopeville, Toledo District, Belize

Things to Do:

1. Visit the Maya Ruins!
2. Tour the protected Belizean jungle.
3. Experience local cuisine! There are numerous fantastic local restaurants in the area.
4. Explore the Cayes close to Punta Gorda by boat.

Umbuki zindwendwe ngu- Dudley

  1. Ujoyine nge- 2018 Julayi

    Ngexesha lokuhlala kwakho

    The facility caretaker is Carl Gomez and is available during your stay for questions and transportation.
    • Ulwimi: English
    • Izinga lokuphendula: 0%
    • Ixesha lokuphendula: iintsuku ezimbalwa okanye ngaphezulu
    Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

    Izinto ofanele uzazi

    Imithetho yekhaya

    Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00

    Ezempilo nokhuseleko

    Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
    Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
    Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
    Ialam yomsi
    Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$150

    Imithetho engokurhoxa

    Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Hopeville

    Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Hopeville: