mapa

4.96I-Superhost

indlu ekumhlaba osikelwe izindlu yonke sinombuki zindwendwe onguMariam

Iindwendwe eziyi-3, 1 igumbi lokulala, Ibedi eyi-1, Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le indlu.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
UMariam yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
I-Wifi
Iindwendwe ziyathanda ukukhangela le nto inokusetyenziswa ithandwayo
Квартира недавно отремонтирована и имеет все виды комфорта. дом находится в центральном районе. за пару минут вы доидёте к достопримечательности тбилиси. хозяева всегда готовы помочь вам в любом вопросе. отдельный вход в общем дворе , но здесь всегда тихо и уютно.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
1 ibhedi elala abantu ababini
Iindawo ezisetyenziswa ngumntu wonke
isofa ekwayibhedi eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Isixhobo sokomisa iinwele
Ifriji
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.96 out of 5 stars from 52 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Tbilisi, Georgia

Umbuki zindwendwe ngu- Mariam

Ujoyine nge- 2018 Agasti
  • Izimvo eziyi-52
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

UMariam yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
    Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

    Izinto ofanele uzazi

    Imithetho yekhaya

    Ixesha lokubhalisa xa ufika: 15:00 - 00:00
    Ixesha lokuphuma lingo:12:00
    Akutshaywa
    Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya

    Ezempilo nokhuseleko

    Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
    Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
    Ayikho ialam yecarbon monoxide
    Ayikho ialam yomsi

    Imithetho engokurhoxa