Kaunas Garden -Triple Room 7

Igumbi elise- indlu ebuhotele sinombuki zindwendwe onguSarunas

  1. Iindwendwe eziyi-3
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Ibhedi eyi-1
  4. igumbi lokuhlambela labucala eliyi-1
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokwakho ngebhokisi enesitshixo.
Kubekuhle ukubhalisela ukungena
91% yeendwendwe zakutshanje zinike indlela yokungena izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Ungarhoxa simahla kangangeeyure eziyi-48

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Spacious and Cosy rooms with private bathrooms in the heart of Kaunas City

What we do in these turbulent times:
* Ensure there’s enough fresh air coming into each of the apartments during housekeeping,
* All the housekeepers are provided with disposable gloves, disinfectant liquids,
* We’re here for all of our guests - on your preffered communications channel.
P.s. food delivery services are working well.

Indawo oza kulala kuyo

Izinto enazo le ndawo

I-Wifi
Indawo yokupaka simahla eseyadini – ineendawo eziyi-3
I-TV ene-izitishi zeTV eziqhelekileyo
Ukothulwa komthwalo kuvumelekile
Isixhobo sokomisa iinwele
Ifriji
Imicrowave
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Kukho iikhamera kule ndlu

Iintsuku eziyi-7 e Kaunas

Jan 14, 2023 - Jan 21, 2023

4.73 out of 5 stars from 22 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Kaunas, Lithuania

Umbuki zindwendwe ngu- Sarunas

  1. Ujoyine nge- 2014 Matshi
  • Izimvo eziyi-215
  • Isazisi siqinisekisiwe
Just me
  • Izinga lokuphendula: 87%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 15:00 - 00:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Ikhamera yokhuseleko/isixhobo sokurekhoda Bonisa okungakumbi
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa