Liepų 37 Apartments

4.93I-Superhost

iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguAlgirdas

Iindwendwe eziyi-4, Istudiyo, iibhedi eziyi-2, Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokwakho ngebhokisi enesitshixo.
UAlgirdas yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Situated in Klaipėda, 0.7 km from city center and old town and 3 km from New Ferry Terminal for pedestrians and cars.
Liepu 37 features a living room with a flat-screen TV, and free WiFi. This apartment offers a garden. The apartment is composed of 1 studio room, a fully equipped kitchen with an oven, and 1 bathroom.
Akropolis Shopping and Entertainment Centre is 2.6 km from the apartment. Palanga International Airport is 29 km from the property.

Indawo
Quiet place with windows to the big backyard. Separate entrance. Near from town center and old town. Near good restorane "Ararat" and cafe "Liepžiedis"

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV ene-izitishi zeTV eziqhelekileyo
Umatshini wokuhlamba – Usendlini
Ngasemva eyadini
Isixhobo sokomisa iinwele
Ifriji
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.93 out of 5 stars from 73 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Klaipėda, Klaipėdos apskritis, Lithuania

Apartment is in a house where the best neighbors in the world live

Umbuki zindwendwe ngu- Algirdas

Ujoyine nge- 2018 Okthoba
  • Izimvo eziyi-73
  • I-Superhost
Musician, distributor on wellness goods and philosophy

Ababuki zindwendwe abancedisayo

  • Daiva

Ngexesha lokuhlala kwakho

Just call

UAlgirdas yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Iilwimi: English, Polski, Русский
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 15:00 - 23:00
Ixesha lokuphuma lingo:12:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Klaipėda

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Klaipėda: