Dlulela kumxholo

La Grange #1 - loft privé avec 2 lits doubles

4.80(Izimvo eziyi-110)I-SuperhostSainte-Lucie-des-Laurentides, Quebec, Canada
Yonke iloft sinombuki zindwendwe onguFrancis
Iindwendwe eziyi-4Istudiyoiibhedi eziyi-2Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iloft.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokwakho ngebhokisi enesitshixo.
UFrancis yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Imithetho yekhaya
Umbuki zindwendwe akazivumeli izilwanyana zasekhaya, iipati okanye ukutshaya.
Chambre de type motel avec 2 lits double dans un immeuble semi commercial complètement rénové. Facile d'accès (boite à clés). Situé dans le village de Ste-Lucie-des-Laurentides, tout près d'une tonnes d'activités extérieures et intérieures.

Motel type bedroom with 2 double beds. Located in a semi commercial completely renovated building. Easy access (lockbox). Located in the village of Ste-Lucie-des-Laurentides, minutes away from tons of outdoor and indoor activities.

CITQ #298463

Indawo
L'édifice comporte un comptoir de Postes Canada et un petit restaurant.

La chambre est équipé d'une salle de bain complète avec douche en porcelaine, d'internet sans fil haute vitesse illimité de 120mbs, du câble, d'une machine à café percolateur, d'un grille pain et d'un mini frigo.

The building contains a Canada Post office and a small restaurant.

The room is equipped with a complete bathroom with a tiled shower, wireless 120mbs high-speed unlimited internet, cable, coffee machine, toaster and mini fridge.

Ukungena kondwendwe
L'accès à la chambre se fait par l'arrière. La chambres à sa propre entrée privé. Sortez de l'édifice et utilisé la porte avant pour avoir accès aux différents services offerts.

The room access if from the back of the building. The room has a private entrance. To gain access to the services offered by this building, get out of your room and get in the front main door.

Ezinye izinto ekufuneka uziqaphele
Petits électros sur place ; machine à café, bouilloire, micro-ondes et four-grille.

Small appliances present ; coffee machine, kettle, micro-waves and toaster oven.
Chambre de type motel avec 2 lits double dans un immeuble semi commercial complètement rénové. Facile d'accès (boite à clés). Situé dans le village de Ste-Lucie-des-Laurentides, tout près d'une tonnes d'activités extérieures et intérieures.

Motel type bedroom with 2 double beds. Located in a semi commercial completely renovated building. Easy access (lockbox). Located in the village of Ste-Lucie-des-L…
funda okungakumbi

Amalungiselelo okulala

Iindawo ezisetyenziswa ngumntu wonke
2 iibhedi ezilala abantu ababini

Izinto onokuzisebenzisa

I-TV
I-Cable TV
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ukufudumeza
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Ialam yomsi
Ikiti yoncedo lokuqala
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
4.80(Izimvo eziyi-110)
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.80 out of 5 stars from 110 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Indawo

Sainte-Lucie-des-Laurentides, Quebec, Canada

Umbuki zindwendwe ngu- Francis

Ujoyine nge- 2014 January
  • Izimvo eziyi-1079
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
Ngexesha lokuhlala kwakho
Often away from Ste-Lucie, I make sure to have people around to help if need be. I am always available by texts, airbnb messages or calls.
UFrancis yi-Superhost
Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Iilwimi: English, Français
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya
Ixesha lokungena lingo: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Ezempilo nokhuseleko
Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$279
Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Sainte-Lucie-des-Laurentides

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Sainte-Lucie-des-Laurentides: