Appartamento indipendente in villa

4.76

igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle yonke sinombuki zindwendwe onguLuca

Iindwendwe eziyi-4, 1 igumbi lokulala, iibhedi eziyi-2, Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
Iindwendwe ziyathanda ukukhangela le nto inokusetyenziswa ithandwayo
Unxibelelana kakuhle kakhulu
I-100% yeendwendwe zakutshanje inike uLuca iinkwenkwezi eziyi-5 kunxibelelwano.
Alloggio indipendente in villa, completamente immerso nella natura. Raggiungibile con automezzi, dista 15 minuti da Imperia centro e dal mare.
Ideale per amanti della natura e tranquillità.
L' appartamento dispone di una camera matrimoniale, una sala /cucina con divano letto, un bagno/ doccia, una terrazza vista mare di 12mq ed un cortile. C'é la possibiltà di grigliare, di fare passeggiate e di MTB. In fronte si ha il mare e alle spalle le montagne.

Iindawo zokulala

Igumbi lokulala 1
1 ibhedi elala abantu ababini, isofa ekwayibhedi eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Iindawo zokuhlala phandle
Ngasemva eyadini
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.76 out of 5 stars from 29 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Pontedassio, Liguria, Italy

Umbuki zindwendwe ngu- Luca

Ujoyine nge- 2018 Novemba
  • Izimvo eziyi-29
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: lungaphelanga usuku
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 16:00 - 20:00
Ixesha lokuphuma lingo:12:00
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe
Ukutshaya kuvumelekile

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Ayikho ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Pontedassio

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Pontedassio: