"R" Studio in Byward Market Downtown Ottawa

4.88

iflethi okanye indlu ekwi-complex (icondo) yonke sinombuki zindwendwe onguAndriy & Nataliya

Iindwendwe eziyi-2, Istudiyo, Ibedi eyi-1, Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokufaka ikhowudi emnyango.
Kubekuhle ukubhalisela ukungena
95% yeendwendwe zakutshanje zinike indlela yokungena izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Upscale studio in the heart of the vibrant Byward Market. You will find yourself in the middle of Ottawa's entertainment district and most exciting neighborhood. Steps away from museums, Parliament Hill, amazing restaurants, night clubs, shopping, monuments, parks etc (comfortable for couples, solo adventurers, business travelers).

!!! Indoor parking might be arranged for extra 15$ per night (please request) !!!

Indawo
Feel free to make this your home away from home with us. Our house is your house :-)

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
I-TV
Ilifti
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Isixhobo sokomisa iinwele
Ifriji
Imicrowave

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.88 out of 5 stars from 98 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Ottawa, Ontario, Canada

It's the Market!
Pubs, bars, restaurants, fast food, night clubs, shopping, coffee, art, parks, pharmacies, supermarkets and convenience stores, LCBO, bus stops - got everything and conveniently located. A short 10 minutes walk to Business district & Parliament Hill!

Umbuki zindwendwe ngu- Andriy & Nataliya

Ujoyine nge- 2017 Epreli
  • Izimvo eziyi-357
  • Isazisi siqinisekisiwe

Ngexesha lokuhlala kwakho

If you need anything just call me :-)
  • Iilwimi: Русский, Українська
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:12:00
Ukuzibhalisa xa ufika Indawo esemnyango yokufaka ikhowudi
Ayizifanelanga iintsana (ezingaphantsi kweminyaka eyi-2)
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$159

Imithetho engokurhoxa