Dlulela kumxholo

Zebula - Site 138 @ Zebula Golf Estate & Spa

Yonke indlu sinombuki zindwendwe onguIan
Iindwendwe eziyi-144 amagumbi okulala ayi-iibhedi eziyi-12Amagumbi okuhlambela ayi-4
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le indlu.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokwakho ngebhokisi enesitshixo.
Yindawo entle
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indawo izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Imithetho yekhaya
Umbuki zindwendwe akazivumeli izilwanyana zasekhaya, iipati okanye ukutshaya.
This beautiful house is situated on Zebula Golf Estate & Spa. Zebula features a golf course and spa. The clubhouse has a restaurant, convenience shop, spa and excursion center. The house itself is on the 18th fairway within easy walking distance from the clubhouse.

This is the perfect place for a weekend breakaway.

Amalungiselelo okulala

Igumbi lokulala 1
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1, iibhedi ezilala umntu omnye eziyi-2
Igumbi lokulala 2
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1, iibhedi ezilala umntu omnye eziyi-2
Igumbi lokulala 3
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1, iibhedi ezilala umntu omnye eziyi-2

Izinto onokuzisebenzisa

55" HDTV ene-intambo yepremiyamu, izitishi zeTV eziqhelekileyo
I-Cable TV
I-Wifi – i-10 Mbps
I-aircon esefestileni
Ichibi
Ikhitshi
Igaraji yokupaka simahla enophahla eseyadini – ineendawo eziyi-2
Ijimu
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.78 out of 5 stars from 50 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Indawo

Limpopo, eMzantsi Afrika

The Zebula Clubhouse is within easy walking distance. There you can find a restaurant, bar, Spa etc.

Zebula also has a great golf course so please bring your clubs!

Game drives are also available at the clubhouse and just outside Zebula you can interact with elephants at Elephant Encounters.
The Zebula Clubhouse is within easy walking distance. There you can find a restaurant, bar, Spa etc.

Zebula also has a great golf course so please bring your clubs!

Game drives are also a…

Umbuki zindwendwe ngu- Ian

Ujoyine nge- 2019 February
  • Izimvo eziyi-50
  • Isazisi siqinisekisiwe
Ababuki zindwendwe abancedisayo
  • Werner
Ngexesha lokuhlala kwakho
We do not live at Zebula, but we are available via phone or WhatsApp to assist. We have a company that locally maintains and cleans the house which will be contacted to help with anything that you might need.
  • Ulwimi: English
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya
Ixesha lokungena lingo: 14:00 - 00:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Ezempilo nokhuseleko
Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Ayikho ialam yomsi
Iphuli/ibhafu enamanzi ashushu engenageyithi okanye engatshixwayo
Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Limpopo

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Limpopo: