Great location! 2 mins walk from Dazaifu Station.

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguSonic

Iindwendwe eziyi-2, Igumbi lokulala eliyi-1, Ibhedi eyi-1, Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
I-Wifi
Iindwendwe ziyathanda ukukhangela le nto inokusetyenziswa ithandwayo
Umbuki zindwendwe onamava
USonic unezimvo eziyi-21 zezinye iindawo.
Ezinye izinto ekufuneka uziqaphele
There is no washing machine.
Please use the nearby laundromat.
Cooking stove is not available.

Inombolo yelayisensi
I-Hotels and Inns Business Act | 福岡県筑紫保健所 | 30筑保第 4455号-3

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala
1 ibhedi elala abantu ababini

Izinto enazo le ndawo

I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Ilifti
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Isixhobo sokomisa iinwele
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

5.0 out of 5 stars from 3 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Dazaifu, Fukuoka, Japan

Umbuki zindwendwe ngu- Sonic

  1. Ujoyine nge- 2019 Matshi
  • Izimvo eziyi-24
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Inombolo yomthetho: I-Hotels and Inns Business Act | 福岡県筑紫保健所 | 30筑保第 4455号-3
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 15:00 - 22:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Dazaifu

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Dazaifu: