Luxury Modern APT w/ terrace Interlaken Center

I-Superhost

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguMichael

  1. Iindwendwe eziyi-6
  2. Amagumbi okulala ayi-3
  3. Iibhedi eziyi-4
  4. Amagumbi okuhlambela ayi-2
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokwakho ngebhokisi enesitshixo.
UMichael yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Ungarhoxa simahla ngaphambi kwe-3 Okt.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
A large, central, modern apartment that sleeps 6 guests right in the heart of Interlaken. With a terrace offering stunning views over central Interlaken and of Jungfrau mountain, this newly built apartment is perfect for exploring the area, or relaxing after a day of travelling.

New and conviniently located, our apartment has 3 bedrooms, two bathrooms, a fully equipped kitchen, spacious modern living room/dining area and a big terrace. It is perfect for both short and long stays.

Indawo
This 2-level apartment is perfect for a big family or a group of friends travelling together. There is an open plan living/dining/kitchen area, 2 double bedrooms with storage spa located upstairs on a mezzanine level, and 1 bunk bed in a separate bedroom on the main level. Please note, the bunk bed is designed to be used by children, adults use it at their own responsibility.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
1 ibhedi elala abantu ababini
Igumbi lokulala 2
1 ibhedi elala abantu ababini
Igumbi lokulala 3
ibhedi ekhwele kwenye eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ukubona iintaba
Ukubuka ipaki
Ikhitshi
I-Wifi
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Ibhafu
Kukho iikhamera kule ndlu

Iintsuku eziyi-7 e Interlaken

Nov 2, 2022 - Nov 9, 2022

4.94 out of 5 stars from 54 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Interlaken, Bern, Switzerland

The apartment is in an exclusive location across the road from Interlaken's famous Hohematte park in the very heart of Interlaken. It is a 2-minute pleasant walk across the part to the main shopping street with fantastic restaurants, supermarkets and shops.

Umbuki zindwendwe ngu- Michael

  1. Ujoyine nge- 2019 Meyi
  • Izimvo eziyi-119
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
Molo! Ekubeni siye saya kumazwe amaninzi saza sahlala amaxesha amaninzi kumagumbi ohlukeneyo/kwiiflethi okanye izindlu ezikwicomplex ezisetyenziswa nangabanye abantu, sigqibe kwelokuba senze indawo yeendwendwe eza kwenza ukuhlala kwazo kube tofotofo kangangoko kunokwenzeka. Siyathemba ukuba uza konwabela i-Interlaken nokuhlala kwakho kwiiflethi okanye izindlu zethu ezikwicomplex :)
Molo! Ekubeni siye saya kumazwe amaninzi saza sahlala amaxesha amaninzi kumagumbi ohlukeneyo/kwiiflethi okanye izindlu ezikwicomplex ezisetyenziswa nangabanye abantu, sigqibe kwelo…

Ababuki zindwendwe abancedisayo

  • Olya

Ngexesha lokuhlala kwakho

You can self check-in and check-out with a keybox. If you need something or have any problems, you can always contact us via Airbnb. We will be happy to assist you if needed, we respect your privacy at the same time.

UMichael yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Iilwimi: English, Français, Deutsch
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Ayizifanelanga iintsana (ezingaphantsi kweminyaka eyi-2)
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Ikhamera yokhuseleko/isixhobo sokurekhoda Bonisa okungakumbi
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa