Apartment Smart

I-Superhost

Indawo ekukho umntu oncedisayo kuyo yonke sinombuki zindwendwe onguAleksandr

  1. Iindwendwe eziyi-3
  2. Istudiyo
  3. Iibhedi eziyi-2
  4. Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex elawulwa yinkampani.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
I-Wifi
Iindwendwe ziyathanda ukukhangela le nto inokusetyenziswa ithandwayo
Unxibelelana kakuhle kakhulu
I-100% yeendwendwe zakutshanje inike uAleksandr iinkwenkwezi eziyi-5 kunxibelelwano.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Апартаменты находятся в тихом спальном районе в центральной части города

Indawo oza kulala kuyo

Egumbini lokulala
1 ibhedi elala abantu ababini, isofa ekwayibhedi eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Ukupaka kwizitrato mahala
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Isixhobo sokomisa iinwele
Ifriji
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.64 out of 5 stars from 11 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Poltava, Poltava Oblast, Ukraine

Апартаменты находятся в тихом спальном переулке.

Umbuki zindwendwe ngu- Aleksandr

  1. Ujoyine nge- 2019 Meyi
  • Izimvo eziyi-19
  • I-Superhost

Ngexesha lokuhlala kwakho

Viber, WhatsApp, Telegram

UAleksandr yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 13:00 - 23:00
Ixesha lokuphuma lingo:12:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi

Imithetho engokurhoxa