Camping Z1

Ikharaveni sinombuki zindwendwe onguRichard

  1. Iindwendwe eziyi-4
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Iibhedi eziyi-2
  4. Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le intente.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Ichibi
Iindwendwe ziyathanda ukukhangela le nto inokusetyenziswa ithandwayo
Enye inkcazelo ivezwa ngolwimi lokuqala.
Roulotte à louer pour 2 adultes et 2 enfants sur terrain privé de 1.5 acre. Piscine chauffé, jaccuzi, terrasse avec BBQ, stationnement. 25 minutes du centre ville d'Ottawa et 15 minutes de Gatineau.

Trailer for rent sleeps 2 adultes and 2 kid on private 1.5 acre lot.. Heated pool with jaccuzi, deck with BBQ, parking. 25 minutes from centre town Ottawa and 15 minutes from Gatineau.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1
Indawo ekungena umntu wonke
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ichibi
Ibhafu enamanzi ashushu
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Izimvo eziyi-2

Apho uza kuba khona

Val-des-Monts, Quebec, Canada

Quartier paisible à la campagne chemin cul de sac. Sentier pour marche pédestre directement du terrain.

Quiet setting on dead end street. Walking trail on lot.

Umbuki zindwendwe ngu- Richard

  1. Ujoyine nge- 2019 Juni
  • Izimvo eziyi-2

Ngexesha lokuhlala kwakho

Arrivée à 4pm et départ à 11 am.
Arrive at 4 pm et leave by 11 am.
    Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

    Izinto ofanele uzazi

    Imithetho yekhaya

    Ixesha lokubhalisa xa ufika: 16:00 - 20:00
    Ixesha lokuphuma lingo:11:00
    Akutshaywa
    Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
    Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

    Ezempilo nokhuseleko

    Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
    Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
    Ayikho ialam yecarbon monoxide
    Ialam yomsi
    Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$781

    Imithetho engokurhoxa