The Wild Rose

I-Superhost

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguMike

Iindwendwe eziyi-5, Amagumbi okulala ayi-2, Iibhedi eziyi-4, Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokwakho ngebhokisi enesitshixo.
Kubekuhle ukubhalisela ukungena
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indlela yokungena izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Fully equipped semi-detached, stone wall, newly renovated air-conditioned apartment
Bedroom with queen-size bed, closet, 32" smart tv
Sleeping area, with 2 single beds
Bathroom has a walk-in bath with 2 showering units, toilet, washing machine
Living room has a double sofa-bed with table & a 32" 3D smart tv
Dining table for 4
Working desk area
Traditional stone-made fireplace
Kitchen/kitchenette with all the amenities
Outdoor table
Small garden
Free wi-fi is available
Free parking is available

Indawo
Easy access, quiet, bright, amazing base point to discover and explore the nearby archeological and natural beauties.

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Iindawo zokuhlala phandle
Ngasemva eyadini
Kukho iikhamera kule ndlu
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Ukufikeleleka

Indlela ekhanyayo yokungena
Indlela engenazitepsi eya kumnyango wondwendwe
Umnyango wondwendwe obanzi ngaphezulu kweeintshi eziyi-32

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

5.0 out of 5 stars from 15 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Agios Ioannis, Greece

The Wild Rose apartment is located just at the right side entrance of the traditional village of Agios Ioannis and in between "The Rabbits" and "Ilios" tavernas. Also "Agios Ioannis" restaurant is only 100 steps away.
The archeological site of the summer palace of Phaistos is on a 5 minute walking distance.
Kamilari, Pitsidia and other smaller villages are located nearby with many restaurants, shops and mini-markets.
Kalamaki beach is only 3km away, Matala beach is 9km away and Agiofarago gorge is 12km away from the house.

Umbuki zindwendwe ngu- Mike

  1. Ujoyine nge- 2017 Matshi
  • Izimvo eziyi-17
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
Real Estate Airbnb apartments owner, professional singer/musician with a major in sound engineering! I am easy going, love to travel and meet new people and cultures!

UMike yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Inombolo yomthetho: 00000757729
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Ungayitshintsha
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Ayizifanelanga iintsana (ezingaphantsi kweminyaka eyi-2)
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ikhamera yokhuseleko/isixhobo sokurekhoda Bonisa okungakumbi
Isixhobo sokuva umoya otyhefayo asidingeki Bonisa okungakumbi
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Agios Ioannis

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Agios Ioannis: