Brunswick Private Oasis

Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle yonke sinombuki zindwendwe onguJin & Avi

  1. Iindwendwe eziyi-2
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Ibhedi eyi-1
  4. Igumbi lokuhlambela eli-1
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokwakho ngebhokisi enesitshixo.
Yindawo entle
90% yeendwendwe zakutshanje zinike indawo izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Ungarhoxa simahla ngaphambi kwe-15 Nov.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Welcome to Little Blue, your private home hidden in the heart of Brunswick. Just around the corner are all the restaurants, cafes, bars, music venues and shopping you could ask for. Yet as soon as you are home, relax in your own gorgeous space and quiet refuge.

From here you are less than 15 minutes from the centre of the city, even closer to many other great inner city neighbourhoods, large parks and Merri creek.

A great space for first time Melbourne explorers or regular visitors.

Indawo
The private space includes a bedroom with Queen bed, your own private bathroom, large living room and kitchen and access to the backyard!

You can cook meals in the fully functional kitchen or just kick back and chill with a good book in the lounge on the super comfy big couch.

The house is fully self contained and private. It is separated from another house next door, but is only accessible via the front door.

A portacot / travel cot is available for hire should you require one. The cost is $35 for the duration of your stay.

There is no TV.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Ukupaka kwizitrato mahala
Ukuhlamba iimpahla ngomatshini yi-Iyabhatalelwa – Kwisakhiwo
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Ngasemva eyadini
Ukothulwa komthwalo kuvumelekile
Ibhedi yosana esongwayo - iyafumaneka xa uyicelile
Isixhobo sokomisa iinwele
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Iintsuku eziyi-7 e Brunswick

Nov 20, 2022 - Nov 27, 2022

4.63 out of 5 stars from 150 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Brunswick, Victoria, Australia

Brunswick is a vibrant suburb in the inner north of Melbourne. It has heaps of cute cafes, hip bars, pumping music venues and an almost never ending array of restaurants. Less than 5 minutes walk away you will be right in the heart of Sydney Rd!

Some of the classics close to your place include Ray's Cafe, Small Axe, Los Hermanos Mexican Taquiria, Victoria Hotel Pub, and The Jazzlab. These are all within 5 minutes walk and there's so many other options within 10 minutes!!

You can get the best denim in Melbourne tailored at DeJour Jeans around the corner or go rock climbing at the Brunswick Northside Boulders indoor climbing wall.

About 20 minutes walk away you will find Merri Creek and Ceres Community Environmental Park for all your nature needs. Right in the heart of the inner city!!

Umbuki zindwendwe ngu- Jin & Avi

  1. Ujoyine nge- 2015 Februwari
  • Izimvo eziyi-191
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Umxhasi weAirbnb.org
Molo!

SinguJin noAvi, iingcali zeteknoloji eziyi-2 ezihlala kumantla weMelbourne.

Singabahambi abakhethekileyo kwaye sikhe sahlala eYurophu, eAsia, eMntla Merika, eMntla Afrika naseMbindi Mpuma ibe siye safikela kwiPasifiki izihlandlo eziliqela. Singabathandi beemuvi, abathandi bezobugcisa kwaye siyakuvuyela ukuba neencoko ezibangel 'umdla ngokutya okumuncis' iintupha kunye nabahlobo.

Siye sahlala nababuki zindwendwe abathandekayo be-Airbnb ixesha elininzi xa sihamba. Singathanda ukwabelana ngamava amnandi kunye nabantu ababangel 'umdla abasuka ehlabathini lonke, abahlala kwindawo yethu!
Molo!

SinguJin noAvi, iingcali zeteknoloji eziyi-2 ezihlala kumantla weMelbourne.

Singabahambi abakhethekileyo kwaye sikhe sahlala eYurophu, eAsia, eMntl…

Ababuki zindwendwe abancedisayo

  • Avi

Ngexesha lokuhlala kwakho

We are available throughout your stay to help with any question you have. No stress at all if you need any help with anything during your stay. If you prefer to explore on your own and don't need us you have the place all to yourself!
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa