Le nid d'Aurore

4.82

Igumbi lakho lokulala e indlu ekumhlaba osikelwe izindlu sinombuki zindwendwe onguSylvie

Iindwendwe eziyi-2, Igumbi lokulala eliyi-1, Iibhedi eziyi-2, Igumbi eliyi-1 ekwabelwana ngalo
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokwakho ngebhokisi enesitshixo.
Yindawo entle
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indawo izinga leenkwenkwezi eziyi-5.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala
1 ibhedi elala abantu ababini, umatrasi ompontshwayo oyi- 1, imatrasi ebekwa phantsi eyi-1, \u00A0Ibhedi yosana eyi-1
Igumbi lokuhlala
isofa ekwayibhedi eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka simahla eseyadini – ineendawo eziyi-3
Isetyenziswa nini nodwa phandle ipuli
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Ibhafu
Iindawo zokuhlala phandle
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.82 out of 5 stars from 11 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Saint-Martin-de-Saint-Maixent, Nouvelle-Aquitaine, France

Umbuki zindwendwe ngu- Sylvie

  1. Ujoyine nge- 2013 Juni
  • Izimvo eziyi-23
  • Isazisi siqinisekisiwe
Bonjour je m'appelle Sylvie . J'habite proche de Saint maixent l'école , au milieu de la campagne et de mes animaux dans un petit village au calme. La rencontre et le partage avec mes hôtes me réjouit , car chacune d'entre elles m enrichit et j'aime ce partage.
Bonjour je m'appelle Sylvie . J'habite proche de Saint maixent l'école , au milieu de la campagne et de mes animaux dans un petit village au calme. La rencontre et le partage avec…
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 15:00 - 22:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Iphuli/ibhafu enamanzi ashushu engenageyithi okanye engatshixwayo
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Saint-Martin-de-Saint-Maixent

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Saint-Martin-de-Saint-Maixent: