Large 1 bedroom Apartment 1A46 Basel Tram

I-Superhost

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguB&M

  1. Iindwendwe eziyi-3
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Iibhedi eziyi-2
  4. Igumbi lokuhlambela eli-1
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokwakho ngebhokisi enesitshixo.
UB&M yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Ungarhoxa simahla kangangeeyure eziyi-48

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Fully Renovated 1 Bedroom Apartment Located Right In The Front Of A Supermarket (Plenty Of Parking For Overnight Stay As Well), Laundromat And The New Basel Tram 3 Station (Soleil). With The Tram, Downtown Basel Is About 15 Min Ride And St Louis Train Station Is Less Than 5 Min Where There Is Shuttle Bus To Basel Mulhouse Airport For Few Euro. There Are Also Few Restaurants In 1 Min Walk And Many More Downtown St Louis Which Is 10 Minutes’ Walk.

Indawo
Depending on the time of your request, apartment can be in either in 1st, 2nd or 3rd floor.

Indawo oza kulala kuyo

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV ene-izitishi zeTV eziqhelekileyo
Ukuhlamba iimpahla ngomatshini yi-Iyabhatalelwa – Kwisakhiwo
Ukomisa iimpahla ngomatshini yi-Iyabhatalelwa – Kwisakhiwo
I-aircon ekwindawo enye esebenza kuwo onke amagumbi
Ukothulwa komthwalo kuvumelekile
Ibhedi yomntwana
Kukho iikhamera kule ndlu

Iintsuku eziyi-7 e Saint-Louis

Jul 18, 2023 - Jul 25, 2023

4.67 out of 5 stars from 3 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Saint-Louis, Grand Est, France

Umbuki zindwendwe ngu- B&M

  1. Ujoyine nge- 2016 Julayi
  • Izimvo eziyi-667
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
Sonke simalunga nokubuka iindwendwe - qinisekisa ukuba sinikezela ngeyona ndlela isemagqabini iindwendwe zethu ezinokuzilindela ngokuhlala kwazo.

UB&M yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Iilwimi: English, Français, Español
  • Izinga lokuphendula: 98%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Ikhamera yokhuseleko/isixhobo sokurekhoda Bonisa okungakumbi
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa