Dlulela kumxholo

Apartamentos Vacacionales Joctis, Bajo A

Yonke iflethi okanye indlu ekwicomplex sinombuki zindwendwe onguPromociones Y Arrendamientos
Iindwendwe eziyi-41 igumbi lokulalaIbedi eyi-1Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
UPromociones Y Arrendamientos yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Yindawo entle
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indawo izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Imithetho yekhaya
Le ndawo aziyilungelanga iintsana (ezineminyaka eyi-0 ukuya kweyi-2) ibe umbuki zindwendwe akazivumeli izilwanyana zasekhaya okanye iipati.
Apartamentos con muy buenos acabados donde se encontrará de manera confortable gracias a todos sus detalles de acabado. Aire acondicionado por conductos canalizados, calefacción por solería radiante, persianas eléctricas, Smart T.V., y un sinfín más de detalles pensados para generar un ambiente de relax y bienestar. Cerca del apartamento además de supermercados, cafeterías, tiendas, farmacias se encuentra el parque del sol el zoológico bioparc y la playa a 6 minutos a pié.

Amalungiselelo okulala

Igumbi lokulala 1
1 ibhedi elala abantu ababini
Iindawo ezisetyenziswa ngumntu wonke
isofa ekwayibhedi eyi-1

Izinto onokuzisebenzisa

Ikhitshi
I-Wifi
Ukupaka kwizitrato mahala
I-TV
Ilifti
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

5.0 out of 5 stars from 11 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Indawo

Fuengirola, Andalucía, Spain

Cafeterías, restaurantes, comercios de todo tipo, parques, zoológico, playa a 6 minutos, parque acuático a escasos 600 metros y el resto de ofertas con las que cuenta el municipio de Fuengirola.

Umbuki zindwendwe ngu- Promociones Y Arrendamientos

Ujoyine nge- 2016 March
  • Izimvo eziyi-50
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
Ngexesha lokuhlala kwakho
Justo frente a la vivienda tengo mi oficina para ayudaros en todo lo que esté en mis manos.
UPromociones Y Arrendamientos yi-Superhost
Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Inombolo yomthetho: CTC-2019130021
  • Iilwimi: English, Español
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya
Ixesha lokungena lingo: 15:00 - 17:00
Ixesha lokuphuma lingo:12:00
Ayizifanelanga iintsana (ezingaphantsi kweminyaka eyi-2)
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Ukutshaya kuvumelekile
Ezempilo nokhuseleko
Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Ayikho ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$122
Imithetho engokurhoxa