Dobre miejsce na relaks , super miejsce na nocleg

I-Superhost

Igumbi lakho lokulala e ifama sinombuki zindwendwe onguKrzysiek

  1. Iindwendwe eziyi-7
  2. Iibhedi eziyi-7
  3. Igumbi eliyi-1 ekwabelwana ngalo
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
I-Wifi
Iindwendwe ziyathanda ukukhangela le nto inokusetyenziswa ithandwayo
Umbuki zindwendwe onomlinganiselo ophezulu
UKrzysiek ufumene umlinganiselo weenkwenkwezi eziyi-5 kwi-100% yeendwendwe zakutshanje.
Indawo
wokół naszego domu jest dużo przestrzeni gdzie można swobodnie spacerować, palić ognisko,wędkować w rzece itp.

Ukungena kondwendwe
w naszym domu jest sauna fińska .2 godzinny seans 20zł od osoby,minimum 3 osoby.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
Iibhedi ezinkulu eziyi-3, 1 ibhedi elala abantu ababini, isofa ekwayibhedi eyi-1, Iimatrasi ezibekwa phantsi eziyi-3
Igumbi lokulala 2
Ibhedi enkulu eyi-1, iibhedi ezikhweleneyo eziyi-2
Indawo ekungena umntu wonke
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1, 1 ibhedi elala abantu ababini, isofa ekwayibhedi eyi-1, imatrasi ebekwa phantsi eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Indawo yomlilo engaphakathi endlini
Ukutshaya kuvumelekile
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Kukho iikhamera kule ndlu

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Akukho zimvo (okwangoku)

Lo mbuki zindwendwe unezimvo eziyi-15 ngezinye indawo zokuhlala. Veza ezinye izimvo
Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Haczów, Województwo podkarpackie, Poland

Umbuki zindwendwe ngu- Krzysiek

  1. Ujoyine nge- 2019 Janyuwari
  • Izimvo eziyi-15
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

Ngexesha lokuhlala kwakho

mój telefon 692 107 584

UKrzysiek yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Ulwimi: Polski
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: kwiiyure ezimbalwa
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 13:00 - 23:00
Ixesha lokuphuma lingo:12:00
Ukutshaya kuvumelekile

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ikhamera yokhuseleko/isixhobo sokurekhoda Bonisa okungakumbi
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa