Pousada ecologico. Amazon Ariau Native House

Igumbi lakho lokulala e indawo yokuhlala nenesidlo sakusasa sinombuki zindwendwe onguAmazonatours

  1. Iindwendwe eziyi-10
  2. Amagumbi okulala ayi-3
  3. Iibhedi eziyi-6
  4. Amagumbi okuhlambela ayi-2.5 asetyenziswa nangabanye abantu

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Nossa pousada Amazon Ariaú Native House está localizada no estado do Amazonas. 70km de Manaus, no Rio Ariaú. O PREÇO é de 300R$ POR DIA POR PESSOA. Nossas acomodaçoes sao espaçosas e vista para a selva ou rio. Arredeado de natureza, muita fauna, golfinhos, Vitória Regia, lagos, praias. Os valores ja inclui: Transfer de Manaus para a pousada ida e volta, cafe da manha, almoço e jantar, passeios guiados por guias locais. Sejam todos bem-vindos...

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Isidlo sakusasa
Ukutshaya kuvumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo

Akukho zimvo (okwangoku)

Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Iranduba, Amazonas, Brazil

Umbuki zindwendwe ngu- Amazonatours

  1. Ujoyine nge- 2019 Agasti
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Izinga lokuphendula: 0%
  • Ixesha lokuphendula: iintsuku ezimbalwa okanye ngaphezulu
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Ungayitshintsha
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Ukutshaya kuvumelekile

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi

Imithetho engokurhoxa