Casa Giuliana

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguPietro

  1. Iindwendwe eziyi-2
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Ibhedi eyi-1
  4. Igumbi lokuhlambela eli-1
Yindawo entle
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indawo izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Kubekuhle ukubhalisela ukungena
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indlela yokungena izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Ungarhoxa simahla ngaphambi kwe-17 Jun.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Rilassati in questo spazio tranquillo in posizione centrale. Comodo al centro di Thiene, vicino alle piscine e a due passi dalla autostazione.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala
1 ibhedi elala abantu ababini

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Isetyenziswa nangabanye iyadi engasemva – Ibiyelwe yonke
Isixhobo sokomisa iinwele
Ifriji
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Iintsuku eziyi-7 e Thiene

Jun 18, 2023 - Jun 25, 2023

5.0 out of 5 stars from 4 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Thiene, Veneto, Italy

Umbuki zindwendwe ngu- Pietro

  1. Ujoyine nge- 2018 Janyuwari
  • Izimvo eziyi-4
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi

Imithetho engokurhoxa