Dlulela kumxholo

Appartement tout confort centre Baccarat

I-SuperhostBaccarat, Grand Est, France
Yonke iflethi okanye indlu ekwicomplex sinombuki zindwendwe onguPhilippe
Iindwendwe eziyi-21 igumbi lokulalaiibhedi eziyi-2Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
UPhilippe yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Imithetho engokurhoxa
Faka iintsuku zohambo lwakho ukuze ufumane iinkcukacha zokurhoxiswa koku kuhlala.
Imithetho yekhaya
Umbuki zindwendwe akazivumeli izilwanyana zasekhaya, iipati okanye ukutshaya. Fumana iinkcukacha
Appartement entièrement refait a neuf / 70 Mcarré
Centre ville avec petite terrasse privée arrière au calme
jardin et promenade au vert non loin
Proche tous commerces
Idéal pour quelques jours proximité des Vosges, lacs de pierre percée (20 minutes), Alsace (environ 1h), Strasbourg (1 heure), Metz (1h30)
Idéal couple avec enfant pour vacances quelques jours dans la région, vrp de passage et bien entendu vous tous de la communauté Air BnB

Amalungiselelo okulala

Igumbi lokulala 1
1 ibhedi elala abantu ababini
Iindawo ezisetyenziswa ngumntu wonke
isofa ekwayibhedi eyi-1

Izinto onokuzisebenzisa

Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ikhitshi
I-Wifi
Isixhobo sokomisa
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Isixhobo sokomisa iinwele
I-TV
Iayini
IiHenga
Umatshini wokuhlamba impahla

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.88 out of 5 stars from 56 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Indawo

Baccarat, Grand Est, France

musée baccarat à 100 mètres !

Umbuki zindwendwe ngu- Philippe

Ujoyine nge- 2019 Okthoba
  • Izimvo eziyi-56
  • I-Superhost
Bonjour A votre service Et a très bientôt Odette & Philippe
UPhilippe yi-Superhost
Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Iilwimi: English, Français, Deutsch
  • Izinga lokuphendula: 90%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya
Ixesha lokungena lingo: Ungayitshintsha
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Ezempilo nokhuseleko
Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi