Agréable studio Font Romeu Pyrénées Catalane

5.0I-Superhost

Iflethi okanye indlu ekwi-complex (icondo) yonke sinombuki zindwendwe onguLacoste

Iindwendwe eziyi-5, Igumbi lokulala eliyi-1, Iibhedi eziyi-3, Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
ULacoste yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Yindawo entle
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indawo izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Studio très calme
Balcon plein sud vue magnifique sur les Pyrénées
Internet Casier à ski
Pas besoin de véhicule pour profiter de la station navette à 2 mn
500 mètre du centre
Font Romeu est un domaine skiable pour les grands et les petits ses chiens de traîneaux ses randos son four solaire les bains de Llio à 15 mn eaux thermales naturellement riches en soufre et minéraux idéale pour la relaxation les douleurs rhumatismales, musculaires, soins de la peau et des cheveux
45 mn du pas de la case

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala
1 ibhedi elala abantu ababini
Indawo ekungena umntu wonke
isofa ekwayibhedi eyi-1, \u00A0Ibhedi yosana eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
I-TV
Ilifti
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa iinwele
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

5.0 out of 5 stars from 7 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Font-Romeu-Odeillo-Via, Occitanie, France

Umbuki zindwendwe ngu- Lacoste

  1. Ujoyine nge- 2019 Novemba
  • Izimvo eziyi-7
  • I-Superhost

ULacoste yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: lungaphelanga usuku
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 14:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Akutshaywa
Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$352

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Font-Romeu-Odeillo-Via

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Font-Romeu-Odeillo-Via: