Maria’s Home 3

Igumbi lakho lokulala e indlu sinombuki zindwendwe onguSheena

  1. Iindwendwe eziyi-2
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. Ibhedi eyi-1
  4. igumbi lokuhlambela labucala eliyi-1
Yindawo entle
91% yeendwendwe zakutshanje zinike indawo izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Izilwanyana zasekhaya zamkelekile
Yiza nezilwanyana zakho zasekhaya.
Unxibelelana kakuhle kakhulu
I-90% yeendwendwe zakutshanje inike uSheena iinkwenkwezi eziyi-5 kunxibelelwano.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Our place is just a few steps away to the beach, bars & restaurants.

Indawo
Maria's Home is a private house located within the town proper, few steps away from the beach and restaurants.

Indawo oza kulala kuyo

Izinto enazo le ndawo

Ukukwazi ukuya elwandle
Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Ukothulwa komthwalo kuvumelekile
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Kukho iikhamera kule ndlu
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo

4.85 out of 5 stars from 20 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

El Nido, Palawan, Philippines

Our place is next to Silverise Pension

Umbuki zindwendwe ngu- Sheena

  1. Ujoyine nge- 2015 Okthoba
  • Izimvo eziyi-72
  • Isazisi siqinisekisiwe

Ngexesha lokuhlala kwakho

If there’s something you want to ask, I am always glad to assist you thru Viber, WhatsApp or text message 😊
  • Iilwimi: English, Tagalog
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 14:00 - 23:00
Ixesha lokuphuma lingo:12:00
Akutshaywa
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi
Ikhamera yokhuseleko/isixhobo sokurekhoda Bonisa okungakumbi

Imithetho engokurhoxa