Dlulela kumxholo

Glamping tent in your own beautiful orchard

I-SuperhostHealesville, Victoria, Australia
Intente sinombuki zindwendwe onguLucy
Iindwendwe eziyi-2Ibedi eyi-1Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le intente.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Ukuzibhalisa xa ufika
Zingenele ngokwakho ngebhokisi enesitshixo.
Imithetho engokurhoxa
Faka iintsuku zohambo lwakho ukuze ufumane iinkcukacha zokurhoxiswa koku kuhlala.
Imithetho yekhaya
Le ndawo ayibalungelanga abantwana abangaphantsi kweminyaka eyi-12 ibe umbuki zindwendwe akazivumeli izilwanyana zasekhaya, iipati nokutshaya. Fumana iinkcukacha
Pitch Pearfect is a glamp site just a 12 minute walk to Healesville town centre. The one deluxe bell tent sits in its own orchard in the grounds of our AirBnB property. Nestled in between pear, plum, cherry and lime trees, the tent is just pitch pear-fect. You have privacy and space to yourself, surrounded by nature with your hosts nearby should you need anything.

Indawo
What's included:
Bell tent with queen bed.
Breakfast of fresh fruit, tea, coffee and freshly baked bread.
Wine and cheese platter package available.
Fan, heater, Bluetooth speakers.
Picnic basket, games and books.
Your own barn, BBQ, fridge and fire pit.
Your own bathroom, complimentary shampoo, conditioner, body wash, moisturiser.

Ukungena kondwendwe
Guests park in the neighbour's car park then access through a pedestrian gate. Guests then have access to their own barn, BBQ, fire pit, bathroom and orchard and tent.
Pitch Pearfect is a glamp site just a 12 minute walk to Healesville town centre. The one deluxe bell tent sits in its own orchard in the grounds of our AirBnB property. Nestled in between pear, plum, cherry and lime trees, the tent is just pitch pear-fect. You have privacy and space to yourself, surrounded by nature with your hosts nearby should you need anything.

Indawo
What's included:
B…
funda okungakumbi

Amalungiselelo okulala

Iindawo ezisetyenziswa ngumntu wonke
1 ibhedi elala abantu ababini

Izinto onokuzisebenzisa

Ukufudumeza
Ialam yomsi otyhefayo
Ikiti yoncedo lokuqala
Indawo elungiselelwe ukusebenza
Izinto ezibalulekileyo
Indawo yakho yokungena
IiHenga
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Isidlo sakusasa
Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.97 out of 5 stars from 29 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Indawo

Healesville, Victoria, Australia

Healesville is a vibrant little town, an eating and drinking mecca surrounded by wineries, restaurants and gin distilleries. It's also an area of outstanding natural beauty with the Healesville sanctuary, reservoir and countless trail walks.

Umbuki zindwendwe ngu- Lucy

Ujoyine nge- 2014 July
  • Izimvo eziyi-190
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost
  • Umxhasi weAirbnb.org
English writer and artist now living in Australia’s Yarra Valley with my young family and hosting guests in our cabin and glamp site.
Ngexesha lokuhlala kwakho
My family and I live on the acre property and are available to help whenever needed. I will check you in and show you around and then leave you to enjoy yourselves.
ULucy yi-Superhost
Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Iilwimi: English, Español
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya
Ixesha lokungena lingo: 14:00 - 18:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Ayibafanelanga abantwana neentsana
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Ezempilo nokhuseleko
Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Healesville

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Healesville: