Conforto para sua família a 300 metros da Praia

4.78

Iflethi okanye indlu ekwi-complex (icondo) yonke sinombuki zindwendwe onguRicardo

Iindwendwe eziyi-5, Amagumbi okulala ayi-2, Iibhedi eziyi-5, Amagumbi okuhlambela ayi-2
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Yindawo entle
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indawo izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Kubekuhle ukubhalisela ukungena
100% yeendwendwe zakutshanje zinike indlela yokungena izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Vilas do Atlântico é um bairro de veraneio e residencial.
Apartamento duplex com 2 suítes no andar superior. Suíte 1: 01 cama de casal e 01 de solteiro, ar-condicionado, armário. Suíte 02: 02 camas de solteiro, ar-condicionado, podendo reverter para cama de casal. Sala dividida em 2 ambientes: sala de jantar, sala com TV, ar-condicionado e sofá cama. Lavabo. Cozinha: Geladeira, fogão, microondas. Aréa de serviço: Tanque de lavar roupas. Varanda.

Indawo
02 Piscinas adulto e infantil, restaurante, academia, parquinho infantil, sauna, salão de jogos, portaria 24 horas, 01 vaga de garagem privativa, vagas para visitante na frente da portaria.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
1 ibhedi elala abantu ababini, ibhedi elala umntu omnye eyi-1
Igumbi lokulala 2
iibhedi ezilala umntu omnye eziyi-2
Indawo ekungena umntu wonke
isofa ekwayibhedi eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ichibi
Izilwanyana zasekhaya zivumelekile
I-TV ene-izitishi zeTV eziqhelekileyo
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Iindawo zokuhlala phandle
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

4.78 out of 5 stars from 9 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Vilas do Atlântico, Bahia, Brazil

Praia de Vilas com piscinas naturais, com calçadão, barracas e coqueiros , Restaurantes, Mercados, Bancos, Delicatessen, Livraria, Parque Ecológico, Farmácias.

Umbuki zindwendwe ngu- Ricardo

  1. Ujoyine nge- 2019 Novemba
  • Izimvo eziyi-17
  • Isazisi siqinisekisiwe

Ngexesha lokuhlala kwakho

Disponibilidade total.
  • Izinga lokuphendula: 89%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 10:00 - 17:00
Ixesha lokuphuma lingo:12:00
Akutshaywa
Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Vilas do Atlântico

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Vilas do Atlântico: