Adenia Padma 3 Bedroom House

I-Superhost

Indlu yonke sinombuki zindwendwe onguAnthony

  1. Iindwendwe eziyi-7
  2. Amagumbi okulala ayi-3
  3. Iibhedi eziyi-3
  4. Amagumbi okuhlambela ayi-2
UAnthony yi-Superhost
Ii-Superhost ngababuki zindwendwe abakwizinga eliphezulu nabazimiseleyo ukulungiselela iindwendwe zihlale kamnandi.
Kubekuhle ukubhalisela ukungena
90% yeendwendwe zakutshanje zinike indlela yokungena izinga leenkwenkwezi eziyi-5.
Ungarhoxa simahla kangangeeyure eziyi-48

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Indlu yokulala eyi-3 enegumbi lokuhlambela eli-2, elinekhitshi langoku.

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala 1
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1
Igumbi lokulala 2
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1
Igumbi lokulala 3
\u00A0Ibhedi enkulu eyi-1, ibhedi elala umntu omnye eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Isixhobo sokomisa iinwele
Abantu abaza kuhlala ixesha elide bavumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Iintsuku eziyi-7 e Kecamatan Semarang Barat

Sep 8, 2022 - Sep 15, 2022

4.79 out of 5 stars from 77 reviews

Ukucoceka
Ukuchana
Unxibelelwano
Indawo
Ukubhalisa xa ufika
Ixabiso

Apho uza kuba khona

Kecamatan Semarang Barat, Jawa Tengah, Indonesia

Umbuki zindwendwe ngu- Anthony

  1. Ujoyine nge- 2013 Februwari
  • Izimvo eziyi-329
  • Isazisi siqinisekisiwe
  • I-Superhost

UAnthony yi-Superhost

Ii-Superhost zinamava, zikwizinga eliphezulu ibe eyona nto iphambili kuzo, kukuba iindwendwe zihlale kamnandi.
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 14:00 - 01:00
Ixesha lokuphuma lingo:12:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi

Imithetho engokurhoxa