studio avec piscine au bord de la plage

Igumbi elise- indlu ebuhotele sinombuki zindwendwe onguMohamed

  1. Iindwendwe eziyi-2
  2. Igumbi lokulala eliyi-1
  3. 1.5 igumbi lokuhlambela
Yonwabele
Le yenye yeendawo ezimbalwa kule ngingqi ezinepuli.

AirCover

Ukubhukisha ngakunye kuquka ukukhuselwa kwasimahla xa Umbuki Zindwendwe erhoxile, xa indlu ingachananga nezinye iingxaki njengokuba nengxaki yokubhalisa xa ufika.
Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo.
Le studios dispose d'une kitchenette entièrement équipée, d'une télévision satellite, d'un téléphone direct et d'un minibar. La connexion Wi-Fi gratuite vous permettra de rester en contact avec vos proches

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ichibi
I-TV
Ilifti
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Ifriji
Ukutshaya kuvumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo

Iintsuku eziyi-7 e Agadir

Sep 11, 2022 - Sep 18, 2022

Akukho zimvo (okwangoku)

Lo mbuki zindwendwe unezimvo eziyi-6 ngezinye indawo zokuhlala. Veza ezinye izimvo
Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Agadir, Souss-Massa, Morocco

Umbuki zindwendwe ngu- Mohamed

  1. Ujoyine nge- 2019 Okthoba
  • Izimvo eziyi-6
  • Isazisi siqinisekisiwe
Je suis Mohamed passionné par les voyages et la decouverte des nouvelles cultures, bienvenue chez nous
  • Izinga lokuphendula: 85%
  • Ixesha lokuphendula: kwiiyure ezimbalwa
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 14:00
Ukutshaya kuvumelekile

Ezempilo nokhuseleko

Izinto ezimele zenziwe zokuzikhusela kwiCOVID-19 zakwa-Airbnb ziyasebenza
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa