Tennis Club Zlatibor 1

Iflethi eqeshisayo yonke sinombuki zindwendwe onguLjubisa

Iindwendwe eziyi-5, Igumbi lokulala eliyi-1, Iibhedi eziyi-3, Igumbi lokuhlambela eli-1
Indawo yonke
Iza kusetyenziswa nguwe yonke le iflethi okanye indlu ekwicomplex.
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
I-Wifi
Iindwendwe ziyathanda ukukhangela le nto inokusetyenziswa ithandwayo
New property with a beautiful view and next to tennis ground. Far enough from the busy center of Zlatibor to have peace and quiet, but close enough to shop and visit cafes.

Indawo
In the middle of the wild nature, but very close to the urban center of Zlatibor. If you are looking for a peaceful place by the tennis court, you are in the right place

Indawo oza kulala kuyo

Igumbi lokulala
ibhedi elala umntu omnye eyi-1
Igumbi lokuhlala
isofa ekwayibhedi eyi-1
Indawo ekungena umntu wonke
isofa ekwayibhedi eyi-1

Izinto enazo le ndawo

Ikhitshi
I-Wifi
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
I-TV
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Isixhobo sokomisa iinwele
Ukutshaya kuvumelekile
Ayikho: Ialam yomsi otyhefayo
Ayikho: Ialam yomsi

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Akukho zimvo (okwangoku)

Silapha ukuze senze uhambo lwakho luhambe kakuhle. Zonke iindawo ezibhukishwayo zikhuselwe Sisiqinisekiso Sokubuyiselwa Okulahlekileyo sakwa-Airbnb.

Apho uza kuba khona

Rudine, Serbia

Unique landscape with a beautiful view. Famous walking paths just passing nearby. An ideal mix of wildness and urban.

Umbuki zindwendwe ngu- Ljubisa

  1. Ujoyine nge- 2020 Janyuwari
  • Isazisi siqinisekisiwe

Ngexesha lokuhlala kwakho

We are available for all our guests 24/7
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb.

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 14:00
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Ukutshaya kuvumelekile

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Bonisa okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Bonisa okungakumbi
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Bonisa okungakumbi

Imithetho engokurhoxa

Hlola ezinye iindawo onokukhetha kuzo e- Rudine

Iindawo ezingakumbi onokuhlala kuzo e Rudine: